Main public logs
Appearance
Combined display of all available logs of Wikipedia. You can narrow down the view by selecting a log type, the username (case-sensitive), or the affected page (also case-sensitive).
- 14:07, 31 EyeThupha 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page AMADODA AMATHATHU (Created page with "Ngolunye usuku uthe uLepoqo elee kweleentaba esalusa iinkomo zakowabo nje ngemihla yonke, suka wahliwa bubuthongo walala ngenxeni yesithukuthezi. Iinkomo ezi zakowabo beziyiqhelile kanobom indawo leyo. Ibilidlelo lazo ngeemini ezithile, be ziwazi amacala anengca ende nenencasa. Bezisithi zakufika kwiindawo ezinjalo, ziwise iintloko zazo emhlabeni zikhumathele engceni zangakhathazi. Namhla bezingekho dlelweni linye nezabanye.")
- 08:56, 19 EyeThupha 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page VI. UBUKHWENKWE BUKAlEPOQO (Created page with "Le nkwenkwe uLepoqo ifikelele ngoku kubuntanga bokuwashiya amathole, iye kwalusa iinkomo. Oko kutsho ke ifikele kwibakala elidumileyo kuneliya lamathole, kuba wona abengaziwa kulishiya kakhulu ikhaya, abedla ngokuba semboniselweni yaabo bahleliyo ekhaya.")
- 07:21, 30 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page V. UKUZALWA KUKALEPOQO (Created page with "Umkhatshane uzeke uTodu (Kholu) intombi kaNtsukynyane. Kuthelekelelwa ukuba kukweli thuba kanye iqela labafukeni lafikayo, ukuza kuma kwiintili zomlambo uMrhugwane (Caledon Valley) livela ngasentla. Babesoloko benxulumene nabaKwena aaba baseNtshwana-tsati. Isiphiwo anaso umntu akasifumani bumini, koko usifumana ebuntwaneni bakhe. ngalinye uzalwa sel'enaso. Ngamanye amaxesha zibakho zona ezinye izinto azenziwayo umntu ebuntwaneni engazi nto ngazo, athi ekhula nje zi...")
- 11:27, 29 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo moved page Umfana ovela eBhayi to UMfana ovela eBhayi (edit the title)
- 15:44, 28 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Umkhondo wamaGqunukhwebe (Created page with "::Ngokubhalwe ngu-W. W. G.J kuthiwa uLangana, unyana omncinane kaDebe, waazimela kowaboemaGqunukhwebeni, weza kukhonza kule ndlu kaTshawe, ngeemini zikaTshiwo. Wamkelwa, wabusa, wanobuphakathi kwakuTshiwo apho. Wazekelwa umfazi nguTshiwo, waza wazala uKwáne oyintanga kaRharhabe. Waathi kuba ngelo xesha uPhalo ubesika kunene abantu, waba lelinye lamagosa anikelwa abantu abangamagqwirha ukuba basikwe.")
- 07:03, 28 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page IV. ABAKWAMGODELI (Created page with "Izizwe zomnye umbalala asikuko nokuba ziyaxakwa ngamasiko abaNtsundu. UMohaneng uzele oonyana abaninzi, ngamakhosikazi akhe awayekwangako. uMhlomi lo uzalwa nguMonyane, omnye woonyana bakamohaneng. Kanti ke bakho abanye oonyana abalibonayo tanci ilanga kunoyise kaMhlomi, kodwa baye abanakanelwa bukhulwini banto, kuba obona bukhulu yintshumayelo eyenziwayo esizweni, kuxelwe esidlangalaleni okokuba namhla kuzekwa umfazi waseBhotwe, nakuba base bekho abaphambili. Kwiny...")
- 11:35, 16 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo moved page Ingxoxo:Henry Masila Ndawo to Ingxoxo:UMshweshwe (The article has been entered twice. Appears in number one and number 94 of the list. We delete number 94.)
- 11:35, 16 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo moved page Henry Masila Ndawo to UMshweshwe (The article has been entered twice. Appears in number one and number 94 of the list. We delete number 94.)
- 13:56, 15 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Izinto azimntakaNgqika (Created page with "Eli qhalo lizekelwe kunyana woNobutho, umkaNgqika, oliqadi lakoSuthu, ogama linguMatwa, obezalana noMaembu noTente. Lo Matwa ubeligosa elikhulu lakulombombo elikhe lawuphethela kakhulu umzi, laza lada laduma lacandizwe nangokukhalipha kwalo, udumo olude lwaya kufikelela nakwaGcaleka. Le nto ingamatwa zizinto ezifanayo zilingana, kuthiwe ke ngamatwa, okanye kuthiwe zitenqwa, zithene totse, kude kutshiwo nokutiwa, zingamatwa totse. Lihl'apho ke eli qhalo. UMatwa lo ubethan...")
- 13:39, 15 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page "Usilelwe isidudu semfe" (Created page with "Le nto isisidudu yinto ebisetyenziswa kunene emaXhoseni kuzo zonke iintlobo zezifo, kuphela kwento ebelingwa ngayo umntu ofayo, kuba ikupgela kwento efudumeleyo kwezithambileyo. Ke, bebesithi bambi benze nesidudu semfe xa sukuba umntu esifa sisisu, sithi ke kuba sikrakra, akruquke angabuye athande kusiphinda. Sekusithi ke xa umntu akruqukileyo, nokuba ukruqulwe yintoni na, kuthiwe,:-"''Usilelwe isidudu semfe''." Elo liyafana neli lithi,:-''Andifuni negqabi letapile''." S...")
- 13:27, 15 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Uxam waphusile (Created page with "eli qhalo asiliqondi ncam eyonanto lithatyathelwe kuyo. kodwa kuthiwa ngabaziyo le nto inguxam asiyo nento ububele xa ingumdlezana. Into yasemaJwarheni, uNonkobe into kaJiyelwa, ibihlale ilinganisa ukulila kukaxam, ngogwali lwayo, xa alilisela, eteketisa amathole akhe. Ubesakuthi ke uthi khona angaphusa kulumeze amenyo ukuwabukula kwakhe, awasukele awalume kakubi xa awalumlayo, asel'ewaphusela. Yenye ke leyo indawo efan'ukuba indulule eliqhalo, noko zikhoyo nezinye iinda...")
- 12:54, 15 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Ngumsont'onyikinyiki (Created page with "Eli qhalo lizekelwe ekubeni usinga ebekuthungwa ngalo iingubo zenkomo, imigqwetho, izikhaka, ibilolwenkomo: Pambi koko kwakuthungwa ngameva, kuba zaye zingekabikho izilanda, ziqale ukuba kho kwakufuthwa izinyikithi, zaze zanda ngakumbi khona kwakufika abelungu neengcingongcingo zabo. Ke ubusithi umsonto ukuba umanzi, awomile wanquma encamini, usuke uman'uku...")
- 10:21, 15 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page "Linqweme lentulo" (Created page with "Eli qhalo kusemhlotsheni ukuba makube libekho emva kokuba amaXhosa aselenokwezana okukhulu nabathwa. Ukutsho kukuba intulo asinto idliwayo zizizwe ezimnyama ezinje ngamaXhosa namaZulu. Kuthe ukuze yaziwe ukuba hleli nje yinto etyiwayo, yabonwa kubaThwa. Esi sidlo silinqweme lentulo kuthiwa ibisisidlo esinqabe kunene kubaThwa ebesingafumane sidliwe ngabantu nje ngaphandle kwamaqhawa namachula enene, kwaye nje kunjalo nje sinqabe kuba bekungelula ukuzifumana intulo. Kuthiw...")
- 09:15, 8 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page "Umkhomb'ubhembesile" (Created page with "Eli qhalo asiqhalo belifumane lisetyenziswe yinto yonke, nakuba ekuhambeni kwamaxesha lasuke lasisibongo seenkosi zendlu kaGwili, kuba kuthi xa kunqulwayo yile ndlu kaNtaba, oonyana boonyana bakaGwali, kuthiwe, :- Amabandla kaNtuli, kaNtaba, kaMkhomb'ubhembesile."")
- 09:01, 8 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page "Ukuba nguQelezana" (Created page with "Eli qhalo lizekelwe kwisiziba ebekuthi xa kusikwa ingubo yenkomo, zithi zakuba zinganele kakuhle ezo zilunguleyo, ke kufunyanwe kubanjiswe ngesisityana nokuba sesinjani, ize sibuye siqhaqhwe kwakufumaneka esona sisiso. Igama leso ke kubanjiswe ngaso, bekuthiwa nguQelezana, oko kukuthi,"''ngunobambiso''," ngumhambi, yinto yasemzini, ngumphambukeli. Ke namhla selithethwa kwizinto ezininzi, kuba kusithiwa ukuba umntu uthe ukuwuma kwakhe umhlaba...")
- 14:22, 7 EyeKhala 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page III. UMHLOMI (Created page with "Mhlawumbi abafundi bathe nqa ukubona ndisimka kangaka nale mimango, ndingade ndenze ndifike emxholweni wento endingayo. Kaloku ukumbiwa kwento elixabiso asinto yenzeka khaphukhaphu. Noko akusekude singafiki enkomeni; iimpawu sezikho ezalatha loo nto. UMhlomi lo ke uzalwa nguMoyane ogama limbi linguMotlohelwa loo kaMonaheng, aze uNkopane abe ngumkhuluwa wakhe. Uye wavelela kanobom kw...")
- 14:59, 30 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page "''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''" (Created page with "Eli qhalo lelona lisekuhleni, kuba lelona lihlala libonakala ngemisebenzi yalo nakwezi zasekhaya ''iinkwali''sithi ukuzibiza ziinkukhu. Yonke inkukhu uhlobo lwayo kukuziUkup...")
- 13:56, 30 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page "Ukuzalwa wedwa ngumlu wanyama" (Created page with "eli qhalo lithethwa mhla kukubi, kulusizi. Lidla ngokuthethwa ngumntu, nokuba ngabantu abayekelweyo, nokuba kuserhamncweni, nokuba kusempini, ekuthi xa amanye amadoda aabuyela...")
- 13:26, 30 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Umtha wedolo (Created page with "eli qhalo lizekelwe ekubeni umntu esithi nokuba ebeyimbaleki enjani, nobebulala abantu ngamendu akuhamba umhlaba, nobelithwazi elinjani na ukukhawuleza entweni, mhla ahliw...")
- 13:03, 30 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Deda mhlangala endaweni yenyhwangi (Created page with "UMhlangala neNyhwangi ziinyamazana eziphants'ukufana ngezimilo zomzimba nemilomo yazo ukuba ziintshuntshute, koko noko nzahlukile ngamabalanange ziqu zazo. Eli qhalo laaqa...")
- 12:48, 30 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Ukukholwa yeyokosa (Created page with "Abantu abaninzi kudala bebekholwa yinyama eyosiweyo kunephekiweyo. eli qhalo livele ekubeni ebesithi umntu akudikwayephekiweyo aphambukele kweyosiweyo. Sekusithiwa ke umntu ak...")
- 12:38, 30 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Isisele sombinza (Created page with "Umbinza ngumthi obutyiwa kakhulu emaXhoseni, ungenzelwa ndlala. Ubusithi ukuba ufunyenwe uluhlaza, ungekavuthwa, udwatywe, ukhiwe, umbelwe iIsisele|z...")
- 09:18, 30 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page II. ENTSHWANA-TSATSI (Created page with "AbeSuthu aba, abazixeli buni babo, ngaphandle kokuba bathi bangabeSuthu. Kodwa phambili phaya babesithi bangabaPeli, besusela kwigama lenkosi yabo yMopeli, owayesithi xa sukub...")
- 08:29, 30 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Ingxoxo:Henry Masila Ndawo (Created page with "#REDIRECT UMshweshwe")
- 13:27, 24 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Umfana ovela eBhayi (Created page with "::Ibhalwe ngu-T. U. H. T ngo-1887 UXamu nabalingane bakhe u''Bhashula'', ''Ntengento'' noM''aqhetseba'', baaya kusebenza eBhayi, besuka kwisikolo esidala sakowabo, esimfundis...")
- 12:07, 24 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Ukubamb'isisila sehobe (Created page with "Loo ntetho ithatyathelwe kuba ebesithi umntu akubambisa ihobe ngomgibe nokuba kungezibatha, athi ngokungxama, kanti kanti ulibambe ngeI...")
- 11:08, 24 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Ixhama litolwe ngaaThwa (Created page with "Kuthiwa ngamanyange bebesithi abaTwa bakutola inyamakazi, bafike baqale ngenqweme balenze ithyotama, oko kukuthi balidibanise noUbubende|...")
- 10:54, 24 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Unyawo lwemfene (Created page with "imfene asisilo sikhe sifuywe mntu emaXhoseni, sifuywa emlungwini kuphela. sisilo esikhankanyelwa kubantu abangamagqwirha. Sisilo ekuthiwa size nabantu b...")
- 07:57, 24 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Yindaba yakwantombi (Created page with "Le nto indaba zalapho kwendele khona umntwana wakho, asinto idla ngokuba mnandi yonke imihla. Kukho ezifika zimbi, zilusizi ukuvakala kubantu bakowabo, ngokukodwa kunina noyis...")
- 07:10, 24 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Ukhwekhwe lwexhwili (Created page with "Le nyamakazi ilixhwili yinyamakazi eyahlal inokhwekhwe olungapheliyo. selisithi ke into ukuba ayivumi ukwahlukana nenye, sekusithiwa '''''lukhwekhwe''''' lwexhwi...")
- 06:54, 24 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Ingxoxo:Ukhwekhwe lwexhwili (Created page with "Hi, please do not delete this work. I am working on it. In fact all articles under "Zemk'iinkomo Magwalandini" is very important for amaXhosa nation.")
- 11:57, 17 EyeSilimela 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Iimbali zamaXhosa (Created page with ":Ngokubhalwe ngu-W.K.N ::'''UMLIBO KAHLEKE''' UTshiwo, uHleke noMdange, ngoonyana bakaNgconde. utshiwo waazalwa yedwa kokwabo, uHleke noMdange ngabeqadi lakokwabo. Le nto iga...")
- 10:34, 28 Inyanga kaCanz... 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Icebetshu lokusinda (Please reinstate the page.) Tag: Visual edit
- 10:10, 13 Inyanga kaCanz... 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page IYunivesithi yeKoloni yaseGood Hope (Created page with "{{short description|University in South Africa}} {{refimprove|date=June 2008}} I''Yuniversity yeKoloni yaseGood Hope''' ngesiNgesi yaziwa ngokuba yi-Cape of Good Hope. Ngonyak...")
- 14:30, 8 Inyanga kaCanz... 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page IGAMA LOBUSUTHU (Created page with "UNimrodi ozalwa nguKushe, kuthelekelelwa ukuba wayengukumkani omkhulu wokuqala emhlabeni nomnquli wezithixo. UTera uyise ka-Abram, kuthiwa nguye oweenzela uNimrodi imifanekiso...")
- 12:42, 8 Inyanga kaCanz... 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Henry Masila Ndawo (Created page with " UMshweshwe yilaa nkosi yabeSuthu idume phi na phi. Ibali elingaye lifunyanwa kwincwadi esihloko sayo sithi "History of The Bantu", ebhalwe ngumfundisi uD. Fred. Ellenberge...")
- 08:56, 8 Inyanga kaCanz... 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Ingxoxo:Icebetshu lokusinda (Created page with " :Please do not delete this page. It is very important. It is part of the 'Zemnk'iinkomo magwalandini'nomden")
- 05:48, 8 Inyanga kaCanz... 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Icebetshu lokusinda (Created page with "(Acts xxvi.28) :Ibhalwe ngu-W.W.G :Wa mfondini wakowethu! :Watsh'ukumkan'uAgripha, :kuseBhotwe kuseBandla. :Sel'ingaw'amacebetshu. :Kuyilemini , ngelityala, :Sendiphants'uk...")
- 12:01, 23 EkaTshazimpuzi 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Izifundo zesikolo (Created page with " EZEBANGA LESI-5 NELESI-6 IZIFUNDO NGENDALO Ibhalwe ngoo: : J.H. DUGARD : C. B. SANDER : A. l. VAN DER PLANK : Ngo-1958 ==ISALATHISO== ===ICANDELO 1: ULWAZI=== :...")
- 11:39, 11 EyoKwindla 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page UJohn Knox Bhokwe (Created page with "{Infobox person | image = John Knox Bokwe.png | caption = John Knox Bokwe in approx 1914 | name = John Knox Bokwe | birth_date = {{birth date|1855|03|15|df=yes}} <!--...")
- 10:16, 11 EyoKwindla 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Umfundisi uJohn van der Kemp (Created page with "Umfundisi uJohn van der Kemp waafika kwelasemaXhoseni ngomhla we-10 kweyeKhala ngo-1799. Ngomhla we-17 kwinyanga kaCanzibe ngo-1801, uye eRafu. Ngo-1803, umise isikolo saseBet...")
- 12:01, 17 EyoMdumba 2021 Unisnomden inthetho Igalelo created page Busisiwe Mkhwebane (Created by translating the page "Busisiwe Mkhwebane") Tags: ContentTranslation ContentTranslation2
- 13:29, 3 Eyo Mnga 2020 Unisnomden inthetho Igalelo created page Thomas Mofolo (Created page with "{{refimprove|date=December 2008}} '''UThomas Mokopu Mofolo''' (waazalwa ngomhla wama-22 kweyomNga ngo-1876 – wasweleka ngomhla wesi-8 kweyomSintsi ngo-1948) waziwa njengombh...")
- 10:48, 19 Eye Nkanga 2020 Unisnomden inthetho Igalelo created page John Langalibalele Dube (Created page with "{{Use dmy dates|date=October 2019}} {{Infobox person | Igama = NguJohn Langalibalele Dube | image = John L Dube 001.jpg | alt = | caption = Jo...")
- 14:22, 6 Eye Nkanga 2020 Unisnomden inthetho Igalelo created page '''USolomon Tshekisho Plaatjie (Created page with "'''USolomon Tshekisho Plaatje''' (waazalwa ngomhla wesi-9 October 1876 – wasweleka ngomhla we-19 June 1932) wayeyinkcubabuchopho yasemZantsi Afrika, ekwayintatheli, eyingcal...")
- 18:57, 21 Eye Dwarha 2020 Unisnomden inthetho Igalelo created page Solomom Motswairo (Created page with "'''USolomon Mangwiro Mutswairo''' ukwapelwa ngale ndlela '''Mutsvairo''', (waazalwa ngomhla wama-26 kuTshazimpuzi ngo-1924 - wasweleka ngeyeNkanga ngo- 2005) wayengumbhali wee...")
- 15:40, 21 Eye Dwarha 2020 Unisnomden inthetho Igalelo created page Magema Magwaza Fuze (Created page with "{{Infobox person | name = NguMagema Magwaza Fuze | image = Magema Magwaza Fuze, December 1920.jpg | image_size = | caption = KweyomNga 1920 | birth_name...")
- 10:52, 9 Eye Dwarha 2020 Unisnomden inthetho Igalelo created page Ingxoxo nelungu:Unisnomden (Translation problem)
- 11:29, 24 EyeKhala 2018 Unisnomden inthetho Igalelo created page Ukungalingani (ngokwezibalo) (Created by translating the page "Inequality (mathematics)") Tag: ContentTranslation
- 10:03, 19 EyeKhala 2018 Unisnomden inthetho Igalelo created page iThemplethi:Databox (Siqala ukwenza omnye umsebenzi obizwa ngokuba yi-infobox)