Jump to content

"Umkhomb'ubhembesile"

Livela

Eli qhalo asiqhalo belifumane lisetyenziswe yinto yonke, nakuba ekuhambeni kwamaxesha lasuke lasisibongo seenkosi zendlu kaGwili, kuba kuthi xa kunqulwayo yile ndlu kaNtaba, oonyana boonyana bakaGwali, kuthiwe, :- Amabandla kaNtuli, kaNtaba, kaMkhomb'ubhembesile."