IYunivesithi yeKoloni yaseGood Hope

Livela

[[Category:Template:Pagetype with short description]]Template:SDcat

Template:Refimprove

IYuniversity yeKoloni yaseGood Hope' ngesiNgesi yaziwa ngokuba yi-Cape of Good Hope. Ngonyaka ka1916, yaathiywa igama ngokutsha kwathiwa yiYunivesithi yasemZantsi Africa.

[[Category:Template:Pagetype with short description]]Template:SDcat yaathi yakhiwa ngexesha apho urhulumente kaMolteno wathi wapasisa umthetho we-16 ngo1873 kwipalamente yeKoloni yaseGood Hope

Template:Refimprove The University of the Cape of Good Hope, renamed the University of South Africa in 1916, was created when the Molteno government passed Act 16 of 1873 in the Cape of Good Hope Parliament.[1] neyenziwa ngokufanayo neYunivesithi yaseLondon, kuqhutywa imviwo kuphela kweli ziko, akutitshwa ngokwesiqhelo, kodwa linegunya lokuthwesa izidanga zemfundo ephakamileyo, abo baye baziphumelela izifundo zabo ngokufanelekileyo. Unanamhla oku lo msebenzi usaqhuba, kwiSebe lezomculo, apho isithuba esingaphaya kwe-100 leminyaka, abafundi bomculo baye bavavanywa.[2]

Uludwe lweengqonyela ezikhokhele le Yuniversity[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Umthombo wamaphepha ekufunyenwe kuwo le nkcazo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. P. A. Molteno: The life and times of Sir John Charles Molteno, K. C. M. G., First Premier of Cape Colony, Comprising a History of Representative Institutions and Responsible Government at the Cape. London: Smith, Elder & Co.. 1900. Vol. 1, p.213.
  2. van Niekerk, Herma "University of South Africa and its predecessor, the University of the Cape of Good Hope" Unisa Archives retrieved 4 August 2011 

Script error: No such module "Authority control".