Jump to content

Amanda Black

Livela

UAmanda Benedicta Antony ngumXhosa . [1] Wazalwa ngomhla wa24 kweyeKhala ngowe1993 eMthatha, eMpuma Koloni, eMzantsi Afrika. Ukhulele eGcuwa, eMpuma Koloni, apho wachitha ixesha elininzi lobomi bakhe. Ukhe wahlala naseMonti. Emva kwexesha wafudukela eBhayi, apho wagqiba izifundo zakhe zamabanga aphakamileyo eKabega Christian School, eBhayi, phambi kokuba aqhubele phambili nemfundo yakhe kwiYunivesithi yaseNelson Mandela Metropolitan, apho waye wafunda khona izifundo zoMculo. [2]

Amanda Black

Icwecwe lakhe lokuqala lase-studio elithi Amazulu, lagqwesa ekuthengiseni kwaye laphumelela “iAlbhamu Yonyaka”. Elinye iwonga wathi walizuza lelokuba “yeYona mvumi ibalaseleyo kwimvumi ezifikayo emcululweni zonyaka kowa2016”. Kwaye wakhankanywa "njengOyena Mculi waManina woNyaka”. Waze wafuna newonga le “Yona albhamu yeR&B yeSoul/Reggae”. [3]1] Ngowa2019, wabizwa ngokuba yeyona mvumi isasazwa kakhulu kwiApple Music.

Imbali ngobomi nangemfundo kaAmanda

[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

UAmanda Benedicta Antony ngumXhosa . [1] Uzalwe ngomhla we-24 kweye Khala ngo 1993 eMthatha, eMpuma Koloni, eMzantsi Afrika. Ukhulele eGcuwa, eMpuma Koloni, apho wachitha ixesha elininzi lobomi bakhe. Ukhe wahlala nase Monti. Emva kwexesha wafudukela eBhayi, apho wagqiba izifundo zakhe zamabanga aphakamileyo eKabega Christian School, eBhayi, phambi kokuba aqhubele phambili nemfundo yakhe kwiDyunivesithi yase Nelson Mandela Metropolitan University, apho waye wafunda khona izifundo zoMculo. [2]

Icwecwe lakhe lokuqala lase-studio elithi Amazulu, lagqwesa ekuthengiseni kwaye laphumelela “iAlbhamu Yonyaka”. Elinye iwonga wathi walizuza lelokuba “Eyona mvumi ibalaseleyo kwimvumi ezifikayo emcululweni zonyaka ka 2016”. Kwaye wakhankanywa njengo “Oyena Mculi waManina woNyaka”. Waze wafuna ne wonga le “yona albhamu yeR&B ye Soul/Reggae”. [3]1] Ngo-2019, wabizwa ngokuba yeyona mvumi isasazwa kakhulu kwiApple Music .

Waqala ukucula esemncinane ecaweni nasesikolweni de wagqiba iminyaka elishumi elinambini ubudala. Waze wathatha inxaxheba kukhuphiswano olwaluzingela italente okwambonisa ukuba adlale eqongeni.

  1. 1 2 TshisaLIVE "Amanda Black: I once believed that being black wasn't cool" Times LIVE retrieved 28 May 2017
  2. 1 2 Bambalele, Patience "Amanda Black proves her star power" Sowetan LIVE archived from the original on 22 September 2017 retrieved 21 May 2017
  3. 1 2 Bambalele, Patience "Amanda Black proves her star power" Sowetan LIVE archived from the original on 22 September 2017 retrieved 28 May 2017