Beyoncé

Livela
Beyoncé (2011)

uBeyoncé Giselle Knowles-Carter wazalwa ngomhla wesine kaSeptember 1981 ungumculi wasemelika, umbali wengoma kanye. wazalwa futhi wakhuliselwa eHouston, Texas, xa ekhula wangenela imikhupiswano yokucula wabangusosaziwayo nge1990's ekwiqela elicula iR&B elibizwa yhi Destiny's Child.

Utata wakhe engumphati weliqela uMatthew Knowles, iqela laba lona qela elithengisayo elamantombazane kwilizwe jikelele. ngo2003 uBeyoncé wakhupha eyake ialbum ibizwa Dangerously in love eyeyi qala waseka inkqubela-phambili yakhe ithengisa izigidi ezingama shumi ananye, wazuza iGrammy Awards ezintlanu. Waphinda wasweleka waphinda wavuka


Beyoncé