IPhondo yaRhawuti
Appearance
(Redirected from IRhawuti)
| ||||
iKhapitali | iRhawutini (Johannesburg) | |||
iDolophu enkulu | iRhawutini | |||
Premier | David Makhura (ANC) | |||
Area – Total |
Ranked : 9th 18 178 km² | |||
abaNtu – Bonke (2013) – Density |
Ranked : 1st 12 728 400 680.0/km² | |||
Ulwimi | isiZulu (19.8%) isiNgesi (13.3%) isiBhulu (12.4%) isiSotho (11.6%) isiPedi (10.6%) | |||
Tshintsha |
uPhondo lweRhawuti luPhondo lwaseMzantsi Afrika.
Olu Phondo lasukwa ngokwahlukaniswa nodilizo lwePhondo laseTransvaal.
Isixeko salo yiRhawutini.
Abantu abakulo baqikelelwa kwizigidi ezilishumi elinesibini, amawaka angamakhulu amabini anamanci asixhenxe anesibini namakhulu amabini anamashumi amathandathu anesithathu (12 272.263), kubalwe nje abahlala kulo.
Abantu abaninzi bathetha isiZulu (19,8%), nesiNgesi (13,3%), nesiBhulu (12,4%), nesiSotho (11,6%) nezinye ke iilwimi.
Links
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- (isiNgesi) South Africa.
- (isiNgesi) iRhawuti.
- iRhawuti.
Uluhlu lweendawo eMzantsi Afrika | |
---|---|
iFreyistata | iRhawuti | Mntla-Koloni | Ntshona-Koloni KwaZulu-Natala | Mpuma-Koloni | Limpopo | Mpumalanga | Mntla-Ntshona |