IsiBhulu

Livela
Jump to navigation Jump to search
IsiBhulu

IsiBhulu (Afrikaans) silulwimi oluthethwayo eMzantsi Afrika naseNamibia. Sithethwa luninzi lwabantu baseMntla Koloni naseNtshona Koloni eMzantsi Afrika. Sivela kusapho lweelwimi zaseJamani.