IPhondo yaKwaZulu-Natala

From Wikipedia
Jump to: navigation, search
KwaZulu-Natal
[[File:|200px]]
iKhapitali uMgungundlovu (Pietermaritzburg)
iDolophu enkulu eThekwini
Premier Willies Mchunu (ANC)
Area
 – Total
Ranked : 7th
94,361 km²
abaNtu
 – Bonke (2015)
 – Density
Ranked : 2nd
10,919,100
110/km²
Ulwimi isiZulu (77.8%)
isiNgesi (13.2%)
isiXhosa (3.4%)
isiBhulu (1.6%)
Tshintsha

iPhondo laKwaZulu-Natal liPhondo waseMzantsi Afrika.

iSixeko esikhulu nguMgungundlovu.

iDoluphu enkulu kuseThekwini.

aBantu abahlala phaya baqikelelwa ku-10,919,100.

Likhaya labantu bakwaZulu.

aBantu abaninzi bathetha isiZulu phaya.


Uluhlu lweendawo eMzantsi Afrika iFulegi laseMzantsi Afrika
iFreyistata | iRhawuti | Mntla-Koloni | Ntshona-Koloni
KwaZulu-Natala | Mpuma-Koloni | Limpopo | Mpumalanga | Mntla-Ntshona