IKapa

Livela
IKapa
iKapa
Population density in Cape Town
Motto: Spes Bona (Latin for Good Hope)

iKapa (ngesiNgesi: Cape Town, ngesiBhulu: Kaapstad) yeyona dolophu inkulu kwiPhondo lasentshona-Koloni.

Abantu abakule ndawo bazizigidi ezintathu.

Zintathu ezona dolophu zakhe zankulu nezaziwayo apha eMzantsi Afrika. eyokuqala yidolophu yaseGoli ezinze kwiphondo laseGauteng, kulandele eyaseKapa yona iphaya kwiPhondo laseNtshona-Koloni, kugqibele idolophu yaseThekwini yona ikwiPhondo lakwaZulu-Natal.

Le dolophu yaseKapa ngqongwe lulwandle I-Atlantic ikapa iququnjelwe ngolwandleiKapa lesiiphethelo ulwandle oluAtlantic.

iKapa ke iqulathe izinto ezinika umdla nezithi zibenomntsalane nakubemi bamanye amazwe. Lo nto ke ithi yenze ungeniso olumandla kwisizwe somzantsi Afrika. Ndothi ndikhankanye nje iznto ezimbalwa ezifana nolwandle, intaba

iKapa yeyona ndawo intle elizweni liphela yaziwa njenge ntshona-koloni ilizwe lentlantsi, ikapaa lendawo ezibukekayo kakhulu kubakhenkethi bangaphandle kukho iNtaba yeTafile (Table Mountain) kwaye likwanaso nesiqithi esaziwa ngokuba yiRobben island esikwincami yekapa enxwemeni lwelwandle kuhlala zonke intlanga kukho abaXhosa, mangesi, abeSuthu nabanye nabanye basemaphandleni kukho namasebe wezemfundo aphambili jikelele UCT (University of Cape Town), CPUT (Cape Peninsula University of Cape Town) nezinye ke zkhna endingazikhankanyanga ezinje nge stellenbocsh kunye ne UWC.

Ikapa yindawo ethandwa ngabantu abaninzi kunye ziya thandeka izinto zapha.