IPhondo yaNtshona-Koloni

From Wikipedia
Jump to: navigation, search
Ntshona-Koloni
Western Cape
Western Cape in South Africa.svg
iKhapitali iKapa
iDolophu enkulu iKapa
Premier Lynne Brown
Area
 – Total
Ranked : 4th
129,370 km²
abaNtu
 – Bonke (2007)
 – Density
Ranked : 5th
4,839,800
37.4/km²
Languages isiBhulu  (55.3%)

isiXhosa (23.7%)
isiNgesi (19.3%)

Tshintsha

UPhondo lwaseNtshona-Koloni luPhondo lwaseMzantsi Afrika.

Idolophu yalo enkulu yiKapa.

Kuqikelelwa kwinani labantu abazi 4 524 335 (zigidi ezine zinamawaka angamakhulu amahlanu anamashumi amabini ane sine, namakhulu amathathu anamashumi amathathu anesihlanu) abahlala kulo.

Abantu abaninzi kweli phondo bathetha isiBhulu (55,3%), isiXhosa (23,7%), nesiNgesi (19,3%).

Links[tshintsha | edit source]

Uluhlu lweendawo eMzantsi Afrika iFulegi laseMzantsi Afrika
iFreyistata | iRhawuti | Mntla-Koloni | Ntshona-Koloni
KwaZulu-Natala | Mpuma-Koloni | Limpopo | Mpumalanga | Mntla-Ntshona