IPhondo yaRhawuti

From Wikipedia
Jump to: navigation, search
iRhawuti
Gauteng
Gauteng in South Africa.svg
iKhapitali iRhawutini (Johannesburg)
iDolophu enkulu iRhawutini
Premier Nomvula Mokonyane (ANC)
Area
 – Total
Ranked : 9th
18,178 km²
abaNtu
 – Bonke (2013)
 – Density
Ranked : 1st
12,728,400
680.0/km²
Languages isiZulu (19.8%)
isiNgesi (13.3%)
isiBhulu (12.4%)
isiSotho (11.6%)
isiPedi (10.6%)
Tshintsha

uPhondo lweRhawuti luPhondo lwaseMzantsi Afrika.

Olu Phondo lasukwa ngokwahlukaniswa nodilizo lwePhondo laseTransvaal.

Isixeko salo yiRhawutini.

Abantu abakulo baqikelelwa kwizigidi ezilishumi elinesibini, amawaka angamakhulu amabini anamanci asixhenxe anesibini namakhulu amabini anamashumi amathandathu anesithathu (12 272.263), kubalwe nje abahlala kulo.

Abantu abaninzi bathetha isiZulu (19,8%), nesiNgesi (13,3%), nesiBhulu (12,4%), nesiSotho (11,6%) nezinye ke iilwimi.

Links[tshintsha | edit source]

Uluhlu lweendawo eMzantsi Afrika iFulegi laseMzantsi Afrika
iFreyistata | iRhawuti | Mntla-Koloni | Ntshona-Koloni
KwaZulu-Natala | Mpuma-Koloni | Limpopo | Mpumalanga | Mntla-Ntshona