IPhondo yaMpuma-Koloni
|
|
||||
| iKhapitali | iBhisho | |||
| iDolophu enkulu | iBhayi | |||
| Premier | Mbulelo Sogoni | |||
| Area – Total |
Ranked : 2nd 169,580 km² |
|||
| abaNtu – Bonke (2007) – Density |
Ranked : 3rd 6,906,200 40.7/km² |
|||
| Languages | isiXhosa (83.4%) isiBhulu (9.3%) isiNgesi (3.6%) |
|||
IPhondo leMpuma-Koloni lelinye lamaPhondo oMzantsi Afrika.
IKomkhulu layo yiBisho.
Inani labantu abahlala pha liqikelelwa kuma – 6.436.761 .
Iilwimi ezithethwa kweliPhondo zimi ngoluhlobo: isiXhosa (83%), isiBhulu (9,6%), isiNgesi (3,7%) kwakunye nesiSotho. Kumagorha athi awela edabini kwiimfazwe zokulwela umhlaba eMpuma Koloni singabala iingwevu zakwa Phalo ezifana no Hintsa, Nxele, Maqoma no Sarhili
[tshintsha] Link
[tshintsha] Links
- (isiNgesi) South Africa.
- (isiNgesi) Mpuma-Koloni.
IMpuma Koloni ikwalikhaya lamaqhawe omzabalazo wenkululeko afana no Robert Sobukwe, Nelson Mandela, Chris Hani, Walter Sisulu, Clerence Makwethu, Kaiser Matanzima, Steve Biko nabanye abaninzi. Kulapho kukho khona iCofimvaba eyondawo ekuzalwa kuyo u Sibusiso Zonke kunye no Chris Hani {{IMpuma Koloni liphondo elineentlanga neenkolo ezininzi nabantu abankolo zahlukeneyo apho singabala ama Gcaleka, ama Rharhabe, abaThembu amaBomvana ama Hlubi ama Mpondo nama Mpondomise Stub }}
| Provinces of South Africa | |
|---|---|
| iFreyistata | iRhawuti | Mntla-Koloni | Ntshona-Koloni KwaZulu-Natala | Mpuma-Koloni | Limpopo | Mpumalanga | Mntla-Ntshona |
|