IsiXhosa

From Wikipedia
Jump to: navigation, search
Inani yabathethi yesiXhosa eMzantsi Afrika: abantu abathetha isiXhosa ekhaya. Template:Columns

IsiXhosa lulwimi oluthethwa ngamaXhosa. Sithethwa ngabantu aba-8 000 000, ingakumbi emaphondweni eMpuma Koloni naseNtshona Koloni eMzantsi Afrika.IsiXhosa sisebenzisa amaqabane kunye nezivakalisi ngokohlobo oluthile olwenza intsingiselo nemvakalo efanelekileyo.Okona kubalulekileyo nangakumbi kulwimi lwesiXhosa kukuba lusebenzisa iziqhakancu, u-x, c, no-q.

Ulwimi lwesiXhosa luneelwimi zengingqi ezininzi ezisetyenziswa ngokwemimandla eyahlukahlukeneyo. Umzekelo, amaMpondo athetha isiXhosa esibizwa ngokuba sisiMpondo, amaBhaca athetha isiBhaca ngokuthi ayatshefula.Zininzi ke iindidi zeelwimi zengingqi.

Personal tools
Namespaces

Variants
Actions
Navigation
Toolbox
Kwezinye Ilwimi