Iyunivesithi yaseMzantsi Afrika

Livela


I'Yunivesithi yaseMzantsi Afrika (iYUNISA), neyaziwa njengokuba yiYunisa, yeyona yunivesithi yamkela abafundi abaninzi kweli loMzantsi Afrika nakwilizwekazi i-Afrika liphela. Unobangela woko kukuba le Yunivesithi yaasekelezelwa phezu kwenkqubo yokuzisa imfundo kubafundi kwezo ndawo bakuzo. Ngoko ke inani labafundi abafunda kule Yunivesithi alixhomekekanga kubukhulu bamagumbi ekufundelwa kuwo. Yiyo le nto ikwaziyo ukumelana nomthamo omkhulu wabafundi ababhalisela ukufunda kuyo. Yile ndlela ke le yenza umtsalane ongummangaliso kubo bonke abafundi beli loMzantsi Afrika abangaphezu kwesiqingatha.

Uninzi lwabafundi ababhalisela ukufunda eYunisa, ngabo bafundi abathi benqwenela ukubhalisela imfundo kwamanye amaziko emfundo ephakamileyo, babe bengakwazi ngenxa yeemeko-ngeemeko abaphila phantsi kwazo. Eyona nto imandla, yeyokokuba inkqubo yezinye iiyunivesithi inyanzelisa ukuba umfundi asoloko ekumagumbi okufundela, mihla nezolo. Ibe nemali ebhatalwayo kwezi yunivesithi benegnakumelana nayo aba bafundi. Ukanti ke yona inkqubo yaseYunisa iluncedo kwabo bangathathi ntweni.

Le Yunivesithi ime ngeekholeji ezahlukeneyo ngokwezifundo eziqulethwe kuzo. Kananjalo, ikwasebenzisana namanye amacandelo ukwenza umsebenzi wayo ngempumelelo nangokupheleleyo. Ngenxa yala masebe nezi kholeji, iYUNISA itsho ibenabafundi abangaphaya kwama-300 000, xa sibala nabafundi abafunda bekwamanye amazwe angama-130 kwihlabathi jikelele. Loo nto itsho iyenze le Yunivesithi ibe yenye yeeyunivesithi ezinkulu kwihlabathi, ikwakukuphela kweyunivesithi elolu hlobo kwi-Afrika iphela.

Nanje ngeYunivesithi ekwaziyo ukumelana nezifundo ezibalulekileyo zomfundi ngamnye, abafundi eYUNISA bathi befunda izifundo zabo, bekhokhelwa ziititshala zabo ngembalelwano, babe bekwazi ukukusebenzisa ekuhlaleni oko bakufundileyo. Ngenxa yoku ke, abaninzi kwaba bafundi, bafumene iziqinisekiso ezivunywa kumazwe ngamazwe jikelele, kuba kaloku baphum'izandla ngezakhono abanazo. Kangangokuba sele beshiye imizila eqaqambileyo kwiingingi ngeengingqi. Yonke loo nto yenza okokuba abafundi baseYunisa batsho baziwe ngakumbi. Kananjalo bachongelwe imisebenzi kumazwe amaninzi kwihlabathi liphela.

Imbali[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

IYunisa yiyunivesithi yokuqala emZantsi Afrika - igama eyaqala ukusenza ngalo le yunivesithi ngonyaka we-1873, lithi iYunivesithi yaseCape of Good Hope, phantsi kweKoloni yaseKapa. Indlela eyayiqhuba ngayo le Yunivesithi yayilandela indlela ekwakuqhutywa ngayo yiYunivesithi yaseLondon, apho kwakungatitshwa ngohlobo lokujongana kwetitshala nomfundi kwigumbi lokufundela. Koko kwakubekelwa iikholeji ezayamene nale Yunivesithi, imiqathango emayilandelwe xa kufundwa naxa kuhlalelwa iimviwo. Ixesha layo elininzi ilichithe kwimbali yayo yokuqala njengesetyana elimele iYunivesithi yaseOxford nezaseCambridge, njengemveku efukanyelweyo apho uninzi lwezinye iiYunivesithi zaseMzantsi Afrika luyakuvela khona.

Emva komanyano lweekoloni zasemZantsi Afrika, phantsi korhulumente omnye ngowe-1910, iYunivesithi yaseCape of Good Hope yanikwa igunya lokujongana nazo zonke iikholeji zeYunivesithi kwilizwe lonke liphela. Yathi yakuphinde ithiywe igama lokuba yiYunivesithi yasemZantsi Afrika, ngomnyaka we-1916, yafuduselwa ePitoli ngowe-1918. Yaza ke ngoku yaba liziko leemviwo elithembekileyo kumaziko ame njengeeYunivesithi ezinkulu nezizimeleyo emZantsi Afrika.

Ngomnyaka ka-1946, le yunivesithi yaanikwa uxanduva olutsha kwathiwa makube yiyunivesithi efundisa ngokubhalelana nabafundi bayo. Nanhlanje le Yunivesithi ikhupha iziqinisekiso okanye izetifikethi kwizifundo ezikumanqanaba e-diploma nawesidanga sokuqala ukuya kwisidanga kwinqaba lobuGqirha.

Ngenyanga yomqungu kumnyaka wama-2004, iYunisa yaamanyana neTechnikon yamaZantsi e-Afrika (neyayisayakwaziwa njengeTechnikon SA), yaza yathi kolu manyano yamkela umbono wemfundo ezizwa kubafundi kwiindawo abakuzo (i-distance education), uhlobo lwemfundo olwalusenziwa yiYunivesithi yaseVista. Le manyano yeziko lemfundo, yahlala iphantsi kwegama elithi iYunivesithi yasemZantsi Afrika. Kungoku nje imi ngeekholeji nezikolo; jonga apha below.

IYunivesithi[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

File:IYunivesithi yasemZantsi Afrika logo.jpg
IYunivesithi yasemZantsi Afrika (iYUNISA) logo

Izinze phi le Yunivesithi[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

File:University of South Africa.jpg
IYunivesithi yasemZantsi

Unisa's Muckleneuk Campus is located in Pretoria and is a major landmark of the capital city. It was in 1972 that Unisa moved into its new home on Muckleneuk Ridge having vacated the old quarters in central Pretoria. The complex of buildings was designed by Bryan Sandrock Architects in the 1960s and expresses an international style characterised by monumental proportions and engineering feats like the cantilevered structures. The most striking feature is the long projection from the brow of the hill, supported by a giant steel girder resting on a massive column.

Also in Pretoria is the Sunnyside campus, the main area of student activity. The Florida campus in Johannesburg is Unisa's science campus. The College of Agriculture and Environmental Sciences and some departments of the College of Science, Engineering and Technology is housed here. The science campus contains 12 buildings, a library, two auditoriums and a large study area. It also includes a horticultural centre and a multipurpose research and training facility designed to meet the education and research needs of students in a range of programmes including agriculture, ornamental horticulture and nature conservation.[1]

The university has seven regional centres in South Africa, servicing students in all nine provinces. These are:

Students and staff[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

According to data extracted from the final audited Higher Education Management Information System (HEMIS) submissions to the Department of Higher Education and Training (DHET), Unisa had 355,240 students enrolled in 2013 from South Africa, Africa, and other international states. The largest portion of these students are South African, being 91.4% (324,607) of the sum of the student enrollments. The College of Economic and Management Sciences (CEMS) is the largest of the eight colleges, with 26.7% (94,972) of the total student enrollments.[2]

According to the same HEMIS submission, Unisa had 5,575 staff members in 2013. The staff complement consisted of 3,261 females (55.7%) and 2,593 (44.3%) males. 2011 figures from the Department of Institutional Statistics and Analysis (DISA) at the university show that the majority of the staff employed are non-professional administrative staff, being 56.8% (3,164). The number of institutional/research professionals are 33.2% (1,846) of the sum of the staff employed.

Academic community[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

As one of the world's mega universities, Unisa presents academic offerings associated with both technological and traditional universities. These include, but are not limited to, a combination of career-orientated courses usually associated with a university of technology, and formative academic programmes typically linked to a traditional university.

  • College of Accounting Sciences
  • College of Agricultural and Environmental Sciences
  • College of Education
  • College of Economic and Management Sciences
  • College of Graduate Studies
  • College of Human Sciences
  • College of Law
  • College of Science, Engineering and Technology
  • Graduate School of Business Leadership (SBL)

In addition to the eight colleges and SBL, Unisa has numerous bureaus, centres, institutes, museums and units[3] supporting academic development and research.

Ranking[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

See also: Rankings of universities in South Africa and Rankings of business schools in South Africa

In 2015, the University of South Africa was ranked the 6th best university in South Africa by the Times Higher Education. This makes the university the 6th best university in Africa, out of 30.[4]

Distance education at Unisa[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Accreditation[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Unisa received a Royal Charter in 1877. It currently operates under the Statute of the University of South Africa issued in terms of the Higher Education Act (No. 101 of 1997), and is accredited by the South African Department of Education and the Council on Higher Education (CHE). Its qualifications (including those of the SBL) are registered with the South African Qualifications Authority (SAQA).

International accreditation of Unisa's qualifications[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Unisa is inter alia listed in the following publications: International Handbook of Universities published by the United Nations Education, Scientific and Cultural Organization (UNESCO) and officially verified by the International Association of Universities.

In other cases the publication of an institution’s name in specific authoritative publications forms the basis of accreditation. Students must however enquire from the specific foreign country/university whether Unisa’s qualifications are accredited/recognised.[5]

Internationally, Unisa is listed in the Commonwealth Universities Handbook of 1999 and also in the International Handbook of Universities of 1998. It is actually listed as Member of the Association of Commonwealth Universities (ACU 2018).[6][7]

Entrance requirements[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Students need a school-leaving qualification that would entitle them to enter a university or college in their own country.

Academic dress[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  • Bachelors, masters and honours degrees: black gown with the same pattern as a Master of Arts gown of the University of Oxford or Cambridge, and a black cap with a black tassel.
  • Doctoral degrees: cardinal red gown with open sleeves lined in cardinal red, cardinal red cap with a tassel in the colour of the college concerned.[8]

Culture[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Unisa has been promoting and promulgating culture in all its manifestations since its inception in 1873. Apart from the academic courses offered by Unisa's College of Humanities, practical language, art and music skills have been actively pursued through the setting of curricula and the implementation of special courses and examinations.

  • African Centre for Arts, Culture and Heritage studies
  • Museum of Anthropology and Archaeology
  • Department of Music
  • Unisa Space Art Gallery
  • Unisa Music Foundation

Unisa Foundation[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

The Unisa Foundation was established in 1966 and now has approximately 280 active donors, many of them individual alumni with the desire to give back to the communities, South African and international, with a sense of social responsibility. Equally vital is the role played by the Board of Trustees, whose members not only oversee the affairs of the Unisa Foundation but who also lend the weight of their professional and personal reputations in a drive to reach potential donors, without financial reward to themselves.

Based at Unisa's main campus in Muckleneuck, Pretoria, the Foundation has Fundraising and Development Divisions in Gauteng, the Western Cape and Kwa-Zulu Natal. These divisions support the smooth running of projects being undertaken in their regions while raising additional funding for local community projects.

Unisa Press[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Unisa Press is the largest university press in South Africa, with the biggest publication list.

Vice-Chancellors of the University of the Cape of Good Hope, from 1873 to 1918[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Chancellors of the University of South Africa from 1918 to present[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Vice-Chancellors of University of South Africa, 1918 to 1955[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  • Prof. Willem Jacobus Viljoen, 1918 – 1922
  • Sir. John Ernest Adamson, 1922 – 1926
  • The Rev. John Daniel Kestell, 1926 – 1928
  • Hugh Bryan, 1928 – 1930
  • Dr. Nicolaas Marais Hoogenhout, 1930 – 1932
  • Dr. Samuel Henri Pellissier, 1932 – 1934
  • Prof. Marthinus Christoffel Botha, 1934 -1936
  • François Daniël Hugo, 1936 – 1938
  • Senator François Stephanus Malan, 1938 – 1940
  • Prof. Ferdinand Postma, 1940 – 1944
  • Adv. Alfred Adrian Roberts, 1944 – 1946
  • Dr. Herman Heinrich Gerhard Kreft, 1946 – 1948
  • Dr. Albertus Johannes Roux van Rhijn, 1948 – 1952
  • Prof. Stephanus Petrus Erasmus Boshoff, 1952 – 1955

Principals and Vice-Chancellors of the University of South Africa, from 1953 to present[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  • Prof. Andries Jacobus Hendrik Johannes Van der Walt, Principal, 1953 – 1955
  • Prof. Andries Jacobus Hendrik Johannes Van der Walt, Principal and Vice-Chancellor, 1956
  • Prof. Samuel Pauw, Principal and Vice-Chancellor, 1956 – 1972
  • Prof. Theo van Wijk, Principal and Vice-Chancellor, 1972 – 1988
  • Prof. Jan Casper Gerhardus Janse van Vuuren, Principal and Vice-Chancellor, 1989 – 1993
  • Prof. Marinus Wiechers, Principal and Vice-Chancellor, 1994 – 1997
  • Prof. Antony Patrick Melck, Principal and Vice-Chancellor, 1998 (acting) and 1999 – 2001
  • Prof. Nyameko Barney Pityana, Principal and Vice-Chancellor, 2002 – 2010
  • Prof. Mandla Makhanya, Principal and Vice-Chancellor, 2011–present

Notable alumni (students and faculty)[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

See also[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Script error: No such module "Portal".

References[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. "Unisa opens r1bn science campus" www.techcentral.co.za 
  2. "Facts & figures – Student enrolments" Unisa retrieved 11 December 2016 
  3. "Unisa – Bureaus, Centres, Institutes, Museums and Units" Unisa.ac.za retrieved 2012-01-20 
  4. "Top Africa" Ranking Web of World Universities retrieved 26 February 2010 
  5. "Accreditation" pathwaystudy.com 2 July 2012 retrieved 2012-07-02 
  6. "Unisa" www.acu.ac.uk retrieved 2018-01-15 
  7. "ACU Members - Africa" www.acu.ac.uk retrieved 2018-01-15 
  8. "Academic dress" www.unisa.ac.za retrieved 26 January 2019 
  9. Boucher, Maurice. 1973. Spes in Arduis: a history of the University of South Africa. Pretoria: UNISA. Pages 74 and 114.

External links[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Iyunivesithi yaseMzantsi Afrika

The University[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

International cooperation[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Template:University of South Africa Template:Tertiary Education in Pretoria Template:South African universities Template:South African Business Schools Template:FOTIM

Script error: No such module "Authority control".