Nelson Mandela

Livela
Nelson Mandela
Mandela, ~1937
Mandela

Nelson Rholihlahla Mandela (18 Eyekhala 1918— 5 Eyomnga 2013) Xhosa

Rholihlahla Dalibhunga. UNelson Rholihlahla Mandela wazalelwa eQunu eMthatha wakhulela khona. UNelson Mandela wazalwa nguNosekeni Fanny kunye noGadla Henry Mphakanyiswa. Wafunda kwidyunivesithi yaseFort Hare eseDikeni nedyunivesithi yaseWitwatersrand apho wayefunda ezomthetho khona. .Waba lilungu lombutho i ANC (African National Congress).

UMandela wayevalelwe kwisiqithi saseKapa (eRobben Island) iminyaka elinamashumi amabini anesixhenxe apho waye silwela khona inkululeko. Waye wakhululwa ngomhla weshumi elinanye-11 kweyoMdumba ngo-1990. Waba nguMongameli wokuqala omnyama kweli loMzantsi Afrika. Utata uNelson walwa ingcinezelo eMzantsi Afrika. Utata uNelson Mandela wayene qabane lakhe uWinnie Madikizela Mandela apho waba ngumfazi wakhe, banabantwana aba thandathu-6, futhi kamuva khulu uGraca Machel.UNelson Mandela wasweleka kunyaka ka 2013 kwinyanga yoMnga, wangcwatyewa kwidolophu awazalelwa kuyo eQunu.

emvakweminyaka kwaphatha , u Jacob Nate Zuma wasuka ngoku siphethwe Nguyen Cyril Ramaphosa ukusukela ngonyaka 2019/2020 isizwe sethu sixakene ne ntsholongwane I covid19(Corona Virus 2019)...esisifo sasuka e Wuhung e China .a[ho kuye kwafuneka sinxibe i mask.ukuze singasulelani ..