Thabo Mbeki
Jump to navigation
Jump to search
UThabo Mvuyelwa Mbeki wazalwa ngo 1942 EyeSilimela 18 eMbewuleni eDutywa ezalwa ngu Govan no Nomaka Mbeki.
Wabangumongameli wase Mzantsi Afrika emva ko Nelson Mandela ngo 1999–2008.