IRhini

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search

IRhini sisixeko saseMpuma-KoloniemZantsi Afrika esinabantu abamalunga nama-70,000. Simi kumgama omalunga nama-70 eemayile kumntla-mpuma wesixeko saseBhayi, nakumgama weekhilomitha ezili-130 (iimayile ezingama-80) ukusuka emzantsi-ntshona weMonti. IRhini yeyona dolophu inkulu kuMasipala wengingqi yaseMakana, ikwangusihlalo webhunga likamasipala. Ikwasingatha imicimbi yedyunivesithi yaseRhini, isahlulo senkundla ephakamileyo yaseMpuma-Koloni, kwaye ingumlawuli weNkonzo yamaTshetshi asemZantsi Afrika.Ngomhla we 02 eyeDwarha 2018 umpathiswa wezezobugcisa nenkcubeko uNati Mthethwa uye walitshintsha igama leRhini ngokusemthweni, usukela ngalomhla iRhini yiMakhanda.

Imbali[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

iFort Selwyn