I-nonmetal

Livela

I-Nonmetal okanye i-non-metal yi-chemical element engenazimpawu za-nkcenkce. Isenokuba zii-gases okanye ibe zizinto ezingabonakali ngathi ziyinkcenkce.   Imizekelo yezinto ezi-gaseous nazi:   i-hydrogen, i-helium, i-oxygen, i-nitrogen, i-fluorine, i-neon, okanye i-radon, zezimbalwa esizibizileyo apha. Umzekelo we-solid eyi-nonmetal yi-sulfur. Iqanda ngombala kwaye ayimenyezeli kwaphela.  Umzekelo we-liquid eyi-nonmetal yi-bromine. Ibomvu ngombala. I-nonmetal ikwalungele i-insulator xa kushushu naxa kubanda.  I-gases okanye ii-brittle solids zizinto ezi-non-metals. Ii-elements ezikwi-periodic table zingathathwa ngokuba zi-metal, zi-semimetal, okanye zi- non-metal.

Uninzi lwee-elements ziyinkcenkce ngokuphindwe kahlanu ngaphezu kwezo zizii- nonmetals. Ezimbini kuzo ii-nonmetals—i-hydrogen ne-helium—zenza ngaphaya kwama-99 ee-per cent ye-Universe, ebonakalayo kwaye inye—i-oxygen—yenza phantse ihafu ye-Earth's crust, i-oceans kunye ne-atmosphere. Izinto eziphilayo phantse zonke zenziwe ngoninzi lwezinto ezizii- nonmetals, kwaye ii-nonmetals zenza ezinye ezininzi ii-compounds kunezo zenziwa zii-metals.