FIFuRoni da Futboll
Appearance

Redirected:FIFA
INdebe yeHlabathi yeFIFA, edla ngokubizwa ngokuba yiNdebe yeHlabathi, lukhuphiswano lwebhola ekhatywayo phakathi kwamaqela esizwe amadoda aphezulu amalungu e-Fédération Internationale de Football Association (FIFA), ibhodi elawulayo yemidlalo yehlabathi. Olukhuphiswano lubanjwa rhoqo emva kweminyaka emine ukusukela oko kwasungulwa itumente ngo-1930, ngaphandle kuka-1942 kunye no-1946 ngenxa yeMfazwe Yehlabathi yesiBini, nangonyaka ka - 2020 khange ibekho le tumente ngenxa yesifo esaye sagabadela ihlabathi esibizwa nge covid-19, yaye yamiselwa unyaka ka 2021. Iintshatsheli ezilawulayo yiArgentina, ephumelele intshinga yayo yesithathu kwitumente ka-2022.