Umlinganiselo
Ukwenza ”umlinganiselo” wento kuxa iimpawu ezithile zento zinikwa inombolo. Ukwenza umlinganiselo wento kukubeka ubungakanani bayo ngamanani. Umlinganiselo ungabhalwa ngokuthi kusetyenziswe izinto ezininzi ezahlukileyo .
Yintoni ekungenziwa kuyo umlinganiselo?
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Izinto ezininzi kungenziwa kuzo umlinganiselo. Ezinye zeempawu zezinto ekungenziwa kuzo umlinganiselo:
- Umgama: Umzekelo, imilinganiselo yomgama ingasetyenziswa ukuphendula le mibuzo ilandelayo:
- ‘’Ubunzima” : Umzekelo, umlinganiselo wobunzima ungasetyenziswa ukuphendula le mibuzo ilandelayo;
- “Izinga lobushushu”: Umzekelo, imilinganiselo yobushushu ingasetyenziselwa ukubuza lemibuzo ilandelayo:
- ”Ubungakanani”: Umzekelo, umlinganiselo wobungakanani ungasetyenziselwa ukubuza le mibuzo ilandelayo;
- “Uxinzelelo lomoya” Uumzekelo, umlinganiselo woxinzelelo lomoya ungasetyenziselwa ukuphendula le mibuzo ilandelayo;
- Mngakanani umoya endimelwe kukuwufaka kwelikule nqwelo vili lemoto?
- Ingaba izulu lizakuhlala lizolile okanye ingaba sizakuba nesichotho?
- Ingaba iindlebe zam ziyakuva xa ndinyuka laa ntaba?
Ungenza umlinganiselo wezinto ezininzi.
Izinto ekwenziwa kuzo umlinganiselo
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Uninzi lweempahla xa kusenziwa umlinganiselo wazo kusetyenziswa inombolo kunye [[i-unit of measurement nento yomlinganiselo. Into yomlinganiselo sisixa esimisiweyo. Inombolo ithelekisa impahla kwesa sixa simisiweyo. Oko kuthetha okokuba umthi obude bawo buzimitha eziphindwe kalishumi kuleyo yoluthi ebude buimitha ubude bawo buzimitha ezili-10.
Kukho umba we-mathematics okumgangatho ongasentla, omalunga nokwenziwa komlinganiselo wezinto ngophawu olungaqhelekanga. Lo ke umlinganiselo kuthiwa lulwazi ngomlinganiselo. Umlinganiselo ungakukulingana, ubude bento, okanye bomgama, njalo njalo.