Umgama

Livela

Umgama ngumahluko womgama obonisa ukuba kude kwento kwenye into. Umgama ngumlinganiselo wesithuba esiphakathi kwezinto ezimbini. 

Imizekelo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  • Ibhola ithatha imitsi emi-5 ukusuka kwenye ibhola. Umgama phakathi kweebhola ezimbini yimitsi emi-5. 
  • UJohn uhamba ngesantya esiziikhilomitha ezi-6 ngeyure. UJohn uhamba umgama oziikhilomitha ezintandathu (ezi-6).
  • Isangqa ngumgca onegophe. Umgama wendawo nganye kwisangqa uyafana nomgama osuka kanye esizikithini okanye phakathi kumbindi wesangqa.