Jump to content

Ukubaluleka kwemfundo

Livela

IsiXhosa sithi imfundo iqala ekhaya, iyeyona ibalulekileyo kuluntu jikelele. [[Imfundo eMzantsi Afrika|Imfundo]] iluncedo ekufundiseni uluntu ukufunda, ukubhala kunye nokubala. Iluncedo eluntwini ukuba babe nekamva eliqaqambileyo, bakwazi nokuba bafumene amathuba angcono emisebenzi. Imfundo ikwanceda ekubeni uluntu lukwazi ukuxhulumana nabanye abantu obangolunye uhlanga, umzekelo amabhulu. Imfundo inceda ekufundiseni nzulu ngobomi, nangezinto ekufanele singazenzi apha ebomini. Imfundo isinceda ekufezekiseni amaphupho ethu, ikwasinceda ekubeni sifumane ulwazi oluphangaleleyo .[1]

  1. Metcalfe, M., 2015. Jika iMFundo 2015-2017: Why, what and key learnings. Learning about sustainable change in education in South Africa: the Jika iMfundo campaign, 2017, pp.17-74.