Ucalucalulo oluxhomekeke kumbala

Livela

Uphando lufumene ubungqina obuninzi bocalucalulo oluxhokeke kumbala wolusu kubulungisa bolwaphulo-mthetho, ishishini, uqoqosho, izindlu, ukhathalelo lwempilo, imidiya kunye nezopolitiko eUnited States naseYurophu . Izikhumba ezikhanyayo zibonwe njengazona zikhethekileyo kumazwe amaninzi eAfrika, eAsia naseMzantsi Melika .

ilizwe jikelele[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  Ubuhlanga buchaphazela phantse zonke iinkalo zobomi ngemihle ngemihla. Uphando lubonisa ukuba abantu bebala elintsundu banikwa abathuba amancinane ukuba bafumane imfundo ephakamileyo nakwingqesho kunabamhlophe . Abantu abantsundu baphathwa gxadalala kunabamhlophe. Njengabalingani bothando, bajongwa njengabantu abangathandekiyo kwaye abantu abamhlophe babajongwa njengento enqwenelekayo. Bakwafumana unyango lwezamayeza olubuthathaka. [1]

  1. West, Keon; Greenland, Katy; Laar, Colette (2021-05-12) "Implicit racism, colour blindness, and narrow definitions of discrimination: Why some White people prefer 'All Lives Matter' to 'Black Lives Matter'" British Journal of Social Psychology 60 (4): 1136–1153 ISSN 0144-6665 PMID 33977556 Check |pmid= value (help) doi:10.1111/bjso.12458