UmZantsi Melika

Livela
Jump to navigation Jump to search
Ihlabathi Imephu ibonisa indawo okuyo umZantsi Melika

UmZantsi Melika lilizwekazi kumazantsi Omntla Melika.[1][2]

La mazwekazi ohlulwe yiPanama Canal. Adibene netshona ngolwandle iPacific aza emantla adibana ngolwandle lwaseAtlantic.

Imithombo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. "South America. The Columbia Encyclopedia, 6th ed. 2001–6. New York, Columbia University Press": "fourth largest continent ..., the southern of the two continents of the Western Hemisphere."
  2. "Countries in Latin America & the Caribbean" lanic.utexas.edu retrieved 6 April 2010