Imithetho elishumi

Livela

Imithetho elishumi ikwaziwa ngokuba yiDecalogue yingqokolela yemithetho nemigaqo emakuhanjwe ngayo ngokwebhayibhile. Le mithethi imalunga nendlela abantu amaziphathe ngayo nangndlela emasMnqule ngayo uMdali wethu. Le mithetho ixatyiswe kakhulu kwinkolo yamaJuda neyamaKrestu. Iquka imithetho ethi MNYE kuphela Ofanelwe kukunqulwa, nguThixo, kugcinwe umhla weSabatha, kutshatyalaliswe izithixo, ubugqi, ubugebenga, ubusela, ubuxoki, nokukrexeza. Amaqela ngokwahlukana kwawo aneenkolelo zawo ezahlukileyo kule mithetho, ngokwendlela etolikwa nelandelelana ngayo ngokweendlela enonjolwe ngayo le mithetho.

Amakhonkco angaphandle[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Non Praevalebunt