IYunivesithi yakwaZulu
Appearance
IYunivesithi yakwaZulu okanye iUNIZULU liziko lemfundo ephakamileyo elibanzi kumntla woMlambo uThukela kwiPhondo yaKwaZulu-Natala eMzantsi Afrika[1]. Iyunivesithi iseke intsebenziswano nezikolo zaseUnited States naseYurophu ezifana neYunivesithi yaseMississippi, iYunivesithi yaseRadford, iFlorida Agricultural and Mechanical University kunye neChicago State University . I-UNIZULU yasekwa ngoncedo lweNkosana yakwaPhindangene, uMangosuthu Buthelezi, nokwayingqonyela yeli ziko ngethuba lisekwa[2].
Umlando
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- ↑ "University of Zululand" University Of Zululand (in en-US) 2024-04-01 retrieved 2024-04-04
- ↑ "University of Zululand" University Of Zululand (in en-US) 2024-04-01 retrieved 2024-04-04