I-solution

Livela

NgokweKhemestri, isolution ngumxube wezinto ezifanayo nezimbini nangaphezulu ezifanayo. Izinto ezinyibilikayo kuthiwa ziisolutes.[1] Izinto ekunyibilikiswa ngazo ezi solutes kuthiwa yisolvent. Umzekelo wemihla ngemihla yisolid njengetyuwa okanye iswekile (eziziisolids eziziintlalutye), zinyibilika ebumanzini (njengasemanzini). iiGases nazo zinganyibilika ebumanzini. Umzekelo yicarbon dioxide okanye i-oxygen emanzini. Ii-Liquids zinganyibilika kwezinye ii-liquids kwaye nee-gases zinganyibilika kwezinye iigases.

Isixa see-solute (izinyibiliki) esongezwe kwizinyibilikisi libonisa determines the ubuninzi nefuthe lomxube. Umxube onezinyibiliki ezininzi ubizwa ngokuba yi-concentrated solution; uze onezincona kuthiwe yi-dilute solution.

imizekelo ye-solid solutions yialloys kunye nenxalenye yeeminerals. Umzekelo, i-brass yi-alloy ye-copper ne-zinc.

Related pages[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Imithombo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. "Solution" Merriam-Webster dictionary archived from the original on 2007-04-04 retrieved 2007-06-29