I-Concentration

Livela
Ezi glasi zinamanzi afakwe idayi ebomvu. Apha kuboniswa ukutshintsha ngokwe-concentration.  Le mixube ingasekhohlo ingxengwe kakhulu ngamanzi, le yona engasekunene imixube i-concentrated kakhulu.   

Kw-ikhemestri, i-concentration ithetha okokuba into (i-substance) egalelwayo okanye exutywayo ingaba ixutywe kangakanani na kuloo nto (substance) ixutywa kuyo. 

I-substance okanye into e-nyibilikileyo (iboniswe ngedayi ebomvu kule mizekelo) yaziwa ngokuba sisinyibiliki. Into leyo isinyibiliki sinyibilika kuyo (umzekelo waso kwezi glasi ngamanzi)  saziwa ngokuba  sisinyibilikisi.

Ukwenza ukuba umxube,u-concentr-eythe  umntu makongeze isinyibiliki (i-solute) esiyidayi ebomvu kulo mzekelo, okanye aphungule isinyibilikisi (i-solvent) esingamanzi ngokwalo mzekelo. Xa kungxengwa  umxube, makongezwe isinyibilikisi esithe xaxe, okanye kuphungulwe isinyibiliki. 

Amaphepha azalana nala[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]