I-Cargo

Livela
Isitishi sezinto ezigcina impahla eHamburg
Idonki caithwele iibhotile zegas eMorocco

I-Cargo okanye igutsi  ithetha impahla  ehanjiswa ngabantu, ngokusoloko besebenzisa iinqwelo mafutha ezenzelwe loo msebenzi endaweni yezo zenzelwe iinkonzo zokuthutha abahambi. Inqwelo idla ngokuba y-itruck okanye  igutsi, i-igutsi ehamba eyinqwelo ntaka okanye uloliwe oyigutsi.  

Esi sibizo sisetyenziswa njengesibizo esingenakubaleka ngokwamanani; abantu bayakuthetha ngegutsi.  Namhlanje, iimpahla zihlala zipakishwa kwiitoni zokuhambisa iimpahla ngolwandle, endaweni yezo ze-bulk Cargo. indawo apho zothula khona eziCargo okanye ezi gutsi ibizwa ngokuba yi-cargo terminal.

Ezinye ii-Websites[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]