Imoto/Inqwelo amfutha

Livela
Imoto enguzitshintse luhlobo lwenqwelo mafutha 

Imoto  ngumatshini wokuhambisa abantu nezinto nezinto

Imoto akusinto iphilayo. Ihashe lingamlayisha limhambise umntu kwanezinye izinto, kodwa aliyomoto. 

Ezinye iinqwelo mafutha zihamba emhlabeni.  Uninzi lwazo lunamavili.Imizekelo ziibhayisekile, iimoto, iimoto ezinamavili amathathu, kunye noololiwe. 

ezinye iinqwelo mafutha zihamba emanzini. Imizekelo, zizikhephe, iinqanawa, kunye neesubmarines.

Iinqwelo mafutha ezihamba esibhakabhakeni zibizwa ngokuba ziinqwelo moya. Imizekelo, zaiinqwelo ntaka akunye neebhaluni.

Iinqwelo ntaka zisenokufumana i-propulsion power kumaziko ngamaziko. 

  • Ezezihlunu zomzimba wabantu. Imizekelo, ziibhayikekile kunye neskateboards.
  • Iinjini. Imizekelo, zii-automobiles, iinqanawa, kunye neenqwelontaka. 
  • Imibane. Imizekelo,  ngoololiwe 
  • Izilwanyana. imizekelo, ziicarts kunye neechariots.
  • Umoya. Imizekelo zii-sailboats kunye nee-iceboats.
  • Ezinye iinqwelo mafutha azinawo amandla e-propulsion. imizekelo, ziiglinders kunye neebhaluni.

Ezinye ii-Websites[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]