Amasiko nezithethe zakwaNtu
Haa rharha, nokhwelithole, Khenke uOdwa Dlanjwa
Amasiko abantu abantsundu e-Eastern Cape
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Amasiko nezithethe
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Sisilwanyana esithi sisetyenziswe xa umntwana esenzelwa imbeleko okanye esaziswa kwizinyanya . Sikwasetyenziswa ekwenzeni amasiko amaninzi akwaNtu. Ibhokwhe isetyenziswa ngamaXhosa emaxesheni amaninzi
Inkomo
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Inkomo kukhu zininzi kakukhulu. Zikhona iinkomo ezingathethi nto, Zibekhona ezithetha nezinyanya ikhona inkomo yoku buyisa abantu bakowenu okanye yokubakhapha. Njengoko eyokukhapha inganyanzelekanga ikhale, eyokubuyisa inyanzelekile ikhale kwaye kufuneka ihambe nebhokhwe kuba ibhokhwe yeyokubuyisa inkomo uyampha
Amasiko amadoda
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Amasiko abafazi
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Amasiko eentombi
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]ama siko entombi kulapho kusho kona ukuthi intombi isese yilona itshitshi noma cha!.
Amasiko amantombazana
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Amasiko amakhwenkwe
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]===Amasiko abantwana elona siko libalulekileyo elithi lenzelwe umntwana yiMbeleko.Eli lisiko elithi lenziwe ukwazisa umntwana kubantu abadala okanye izinyanya ngokusesikweni.Elisiko lithi lenziwe ngokutshiswa kwempepho kuxhele esosilwane esothi sinxulumanise abaphilayo nezinyanya ngokomphefumlo kwaye alenziwa komnye umzi lenzelwa kulo nina womntwana xa engendanga xa endile lenziwa kulo yise womntwana ingakumbi xa ingesosizana