Ababhali besiXhosa ngeminyaka yoo-1900
Appearance
Isizukulwana esilandelayo saazeka mzekweni. Khawujonge!!
Kwiminyaka yoo1900-1950
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Igama lombhali | Ubhale ntoni? | Itayitile | Unyaka epapashwe ngawo |
---|---|---|---|
Mqhayi, Samuel Edward Krune | Yincwadi | U-Samson | ngo-1904 |
Rubusana, Walter B. | Yincwadi eyenziwe ngengqokolela yamaphepha | Zemk'iinkomo magwalandini | ngo-1906 |
Masila, Henry, Ndawo | yiNoveli | Uhambo luka Gqoboka | ngo-1909 |
Christian Express 40:471, iphepa, | Draft proclamation relating to Native marriage and inheritance in the Transkeian Territorias. | ngo-1910 | |
Soga, John Henderson | incwadi yamaculo eCawa | Amaculo ase-Rabe | ngo-1910 |
Kakaza, L | YiNoveli | Intyatyambo yomzi. | ngo-1913 |
Bokwe, John Knox | Incwadi | Ibali likaNtsikana | ngo-1914 |
Kakaza, L. | YiNoveli | UTandiwe wakwa Gcaleka | ngo-1914 |
Mqhayi, Samuel Edward Krune | yiNoveli | Ityala lamawele | ngo-1914 |
Guma, Enoch S. | yiNoveli | Nomalizo okanye izinto zalomhlaba ngamadingiqhiwu | ngo-1918 |
McLaren, J. | S.Afr.J.Sci. 15 | Religious beliefs and superstitions of the Xosas: a study in philology. [article; Xhosa; folklore; religion; superstition]. | ngo-1919 |
Ndawo, Henry Masila | Ngamabali amafutshane | Inxenye yen-Tsomi zase-Zweni. | ngo-1920 |
Sinxo, Guybon B. | yinoveli | UNomsa. | ngo-1922 |
Chalmers, Rev. John A | yincwadi | U-Tiyo Soga | ngo-1923 |
Jolobe, James J. R | yiNoveli | UZagula | ngo-1923 |
Mlotywa, Stephen.V | yiNoveli | U-Nozipho | ngo-1923 |
Mzimba, Livingstone N | incwadi engobomi bukamfundisi | Ibali lobomi nomsebenzi womfi umfundisi. | ngo-1923 |
Blythswood Review 1:1 | The marriage of the paramount chief of the Gcalekas. [article; marriage; Gcaleka; tribal; ethnographic | ngo-1924 | |
Makalima, Gilbert B | yiNoveli | U-Ntsizi. | ngo-1924 |
Waters, Mary W | yidrama | U-Nongqawuse | ngo-1924 |
Mqhayi, Samuel Edward Krune | yincwadi | UBomi buka J.K. Bokwe | ngo-1925 |
Ndawo, Henry Masila | Incwadi yezibongo | Izibongo zenkosi zama-Hlubi nezama-Bhaca | ngo-1925 |
Sinxo, Guybon B. | yidrama | Imfene kaDebeza | ngo-1925 |
Mqhayi, Samuel Edward Krune | incwadi yezibongo zabantwana | Imihobe nemibongo | ngo-1927 |
Sinxo, Guybon B. | yiNovel | Umfundisi wase-Mthuqwasi | ngo-1927 |
Soga, John Henderson | Umsebenzi owenziwe ngesiNgesi waza waguqulelwa esiXhoseni | Pilgrim's Progress (Translation | ngo-1927 |
Jolobe, James J. R. | Umbongo | Iindlela Ezahlukeneyo | ngo-1928 |
Ouless, E.U. | yidrama | Iziganeko zomKristu | ngo-1928 |
Bennie, W.G | yincwadi | Stewart Xhosa Readers | ngo-1929 |
Cory, Sir George Edward Cory | Imbali yokubulawa kweenkomo S/.A.R. & H. Mag. 23:12 | The cattle killing delusion of 1857 | ngo-1929 |
Lukus, H. | Nakoon-legendes | legend | ngo-1929 |
Mqhayi, Samuel Edward Krune | yinoveli | Don Jadu | ngo-1929 |
Walaza, Julius J.J. | yiNoveli | Inkwenkwe izala indoda | ngo-1920 |
Ross, B | liphepha, yimfazwe | Blythswood Review 7:77 The Kat river settlement and Xhosa wars | ngo-1930 |
Ndawo, Henry Masila | yiNoveli | U-Nolishwa | ngo-1931 |
Soga, John Henderson | tribal; ethnography | EAma-Xhosa life and customs | ngo-1931 |
Doke, C.M | Bantu Studies, vol.6 Review of U-Nolishwa | Unoliswa | ngo-1932 |
Bennie, W.G. | Bantu Studies, vol.7 | The most important Xhosa publications: bibliography; African language; African language literature]. | ngo-1933 |
Doke, C.M. | Bantu Studies, vol.7 | Review of Umzali Wolahleko. | ngo-1933 |
Sinxo, Guybon B. | novel; Prodigal Son | Umzali wolahleko | ngo-1933 |
Bangeni, B.A | yinoveli | Kuphilwa phi. | ngo-1934 |
Pamla, G. | biography | Amabalana ngoBomi buka-Rev. Charles Pamla | ngo-1934 |
Swaartbooi, Victoria N.M. | women: novel | U-Mandisa | ngo-1934 |
Bennie, W.G. | anthology | Imibengo | ngo-1935 |
Doke, C.M | Bantu Studies, vol.9 | Review of The Stewart Xhosa readers.Senior reader. [review; the Stewart Xhosa readers: senior reader]. | ngo-1935 |
Williams, C. Kingsley | biography; Aggrey; translation | UAggrey UmAfrika | ngo-1935 |
Sinxo, Guybon B | Bantu World | Notable contributions to Xhosa literature: Mr. Mqhayi, creates Xhosa renaissance. [Mqhayi, S.E.K.]. | ngo-1935 |
Doke, C.M | Bantu Studies, vol.10 | Review of U-Mandisa | ngo-1936 |
Doke, C.M. | Bantu Studies, vol.10 | Review of U-Aggrey Um-AfrikaExample | ngo-1936 |
Doke, C.M. | Bantu Studies, vol.10 | Review of Kwane, an African saga | ngo-1936 |
Jolobe, James J. R. | ngumbongo/ poetry | Omyezo | ngo-1936 |
Lestrade, G.P. | Bantu Studies, vol.10. | Review of The Healdtown Xhosa readers. [review; the Healdtown Xhosa readers] | ngo-1936 |
Soga, Tiyo B. | folklore | Intlalo kaXhosa | ngo-1936 |
Cape Mercury-yinoveli | A Xhosa classic- review | ngo-1936 | |
Umbongo/poetry | UMhlekazi uHintsa | ngo-1937 | |
Jabavu, D.D.T. | Bantu Studies,vol.11 | Review of UmYezo. | ngo-1937 |
Mqhayi, Samuel Edward Krune | yinoveli | U-Mhlekazi U-Hintsa | ngo-1937 |
Ndawo, Henry Masila | yinoveli | U-Nomathamsanqa no Sigebenga | ngo-1037 |
Futshane, Zora Z.T | yinoveli | Ujujuju | ngo-1938 |
Jolobe, James J. R | Umbongo/poetry | Thuthula | ngo-1938 |
Mqhayi, Samuel Edward Krune | -autobiography | U-Mqhayi wase Ntab'ozuko. [review; Mqhayi, S.E.K.; UMqhayi waseNtab'ozuko] | ngo-1939 |
Godfrey, Rev. Robert | manuscript; dictionary]. | Manuscript of Xhosa - Eng. Dictionary | ngo-194? |
Ndawo, Henry Masila | Imbali | Iziduko zama Hlubi | ngo-1939 |
Oldjohn, I. | The South African Outlook,vol.69 | Review of UMqhayi waseNtab'Ozuko. [review; Mqhayi, S.E.K.; UMqhayi waseNtab'ozuko] | ngo-1939 |
Bennie, W.G | Bantu Studies, Vol.14. | Review of U-Mqhayi waseNtab'Ozuko. [review; Mqhayi; U-Mqhayi waseNtab'ozuko] | ngo-1940 |
Jolobe, James J. R | Isincoko/essay | Amavo | ngo-1940 |
Jordan, Archibald Campbell | yinoveli | Ingqumbo yeminyanya | ngo-1940 |
Oldjohn, I. | The South African Outlook, vol.70 | Review of Ingqumbo yemiNyanya. [review; Ingqumbo yeminyanya]. | ngo-1940 |
Oldjohn, I. | The South African Outlook,vol.71 | Reviews of Amavo and U-Don Jadu. [review; Amavo; U-Don Jadu; Mqhayi, S.E.K.; Jolobe, J.J.R.]. | ngo-1941 |
yinovel | UDon Jadu | ngo-1942 | |
Mqhayi, Samuel Edward Krune | Umbongo/poetry | I-nzuzo | ngo-1942 |
Jabavu, D.D.T. | review | Review of Inzuzo | ngo-1943 |
Shepherd, R.H.W. | The South African Outlook,vol.75 Bibliography of Xhosa books presently used by missions. bibliography; literary history | Example | ngo-1943 |
Shepherd, R.H.W. | S.Afr.Outlook 75:896 | Bibliography of Xhosa books presently used by missions. [bibliography; missionary; literary history]. Example | ngo-1945 |
Hobson, George Carey | yinoveli; ibali elingezilwanyana (animal story) | UAdonisi wasentlango | ngo-1947 |
UAdonisi wasentlango | African Studies, vol.9, no.1 | Review of Amaqunube. [review; Amaqunube]. | ngo-1950 |
Mama, G.Soya | Umbongo/poetry | Amaqunube. | ngo-1950 |
Ndawo, Henry Masila | biography: Moshoeshoe | UMshweshwe. | ngo-1950 |
Ngcwabe, L.M.S. | Umbongo/poetry | Khala zome | ngo-1950 |
Forum, vol.13, | Xhosa poems:Review of 'The Black Berries'(Mama,G.S.) | ngo-1950 | |
Henry Masila Ndawo | Yimbali | UMSHWESHWE | ngo-1951 |
Yako, S.J.Page | Incwadi yezibongo/poems | Umtha Welanga | ngo-1968 |