Jump to content

Ababhali besiXhosa

Livela

Kweli phepha sizakudwelisa amagama ababhali besiXhosa abaqaqambileyo ngokweminyaka yokubhala kwabo. Amagama abhalwa kolu luhlu ngamagama abantu abancwadi zabo ziye zapapashwa ngokusemthethweni. Sikwakhuthaza iintsapho zaba babhali ezikhoyo namhlanje ukuba nazo zizekwe mzekweni. Siyakuqala ngababhali abathabatha inxaxheba kwiminyaka yoo-1800-1899; Siphinde sijonge ababebalasele kwiminyaka yoo-1900-1950. kwiminyakaYhini bantu bakuthi!!! Apho sithe sashiya khona izikhewu sithi ngxe! siyakuthi gqolo sizivala.

Ngeminyaka yoo-1840-1899

[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Aba babhali balandelayo ngabo abavula indlela kubhalo ngolwimi lwesiXhosa.

UmbhaliUbhale ntoni?ItayitileUnyaka ekupapashwe ngawo lo mbhalo
Gqoba William WellingtonImbali/UmbongoImbali yaseMbongo-1840
Ntsikana, William KobeIphepha-ndabango-1841
Ngababhali abaninziYi-Jenali equlethe ingqokolela yamabali nemibingoIsibuto Samavungeminyaka yoo-1843-1844
Ayliff, Rev. Johnyi-dictionary enge-Grama yesiXhosaVocabulary of the Kafir languagengo-1846
B. W.Hintza hintzaExamplengo-1846
Soga, Tiyo B.amaculo okudumisa; iingoma; nemibongoiindumiso ezinje ngo-'Lizalis' indinga lakhongo-1857
Soga, Tiyo B.IncwadiUhambo lomhambi (Kuguqulwe incwadi ethi "Pilgrim's Progress")ngo-1867
Newton, Rev.Yincwadi yeendumiso zecawa ebhalwe ngesiXhosango-1869, yaphindwa ngeminyaka yoo-1873-1877
Mqhayi, Samuel Edward Kruneumbongo/isicengcelezongo-1875
Newton, RevincwadiIintsomi zika-Easop eziguqulelwe esiXhosa (Isiqingatha soku-1)ngo-1875
Newton, Rev.incwadiIintsomi zika-Easop eziguqulelwe esiXhosa (Isiqingatha soku-2)ngo-1877
Brownlee, CharlesYimagazini (le yingqokolela engembali zikaSandilli. isicengelezo; kunye nesicatshulwa;ezingoSandilli]. 'i'Cape Monthly'ngo-1879
Yincwadi/yimagazini ebalisa ngemfazwe yamaGcalekai-'Cape Monthly'ngo-1880
Jabavu, John Tengu (Umhleli)Liphepha-ndaba/yiJenaliIzigidimi samaXhosango-1881
Ntsiko, JonasYincwadi yamaculo eCawa abhalwe ngesiXhosango-1881
YibhayibhileIncwadi yeeNdumisongo-1883
Andrews C.Yincwadi ebalisa ngemfazwe; izicatshulwa; iingqokolela; iimbali ezingobomi; nezingobuhlangaCape Quart Review,2:7 Personal reminiscences of the kafir war of 1834-5ngo-1883
Gqoba, William WellingtonIphepha-ndabango-1884
Bokwe, John KnoxIncwadiAma-Culo ase-Lovedalengo-1885
Beattie, Thomas RossUmbongoPambamiso; a kaffir hero1891
Cory, Sir George EdwardNotes of expeditions gathering historical material including notes of his conversations with elderly black and white informants in the Eastern Cape which record their memories of historical events from 1820-1902, the oral tradition of the Xhosa. [manuscript; oral; history].ngeminyaka yoo-1897-1929
Sontonga, Mankayi EnochIculo, umhobe weSizwe, ingoma, umbongoNkosi sikelel' i-Afrikango-1899