User:Zoe Speri/Nelson Mandela Bay Stadium

Livela

Template:Infobox stadiumTemplate:Infobox stadiumTemplate:Infobox stadiumI - Nelson Mandela Bay Stadium inkundla yendibano yebhola ekhatywayo neyombhoxo eBhayi,Kwiphondo laseMpuma-koloni,eMzantsi Afrika, Sesona sitediyam sikumgagatho ophezulu apha eMzantsi Afrika,Ngonyaka ka2010 kwabanjelwa imidlalo yendebe yomhlaba jikelele kwaye yindawo yesithathu yomdlalo wokugqibela.Likhaya leqela yebhola ekhatywayo iChippa United kunye neqela lebhola yombhoxo iSourthern Kings.

Itier ezihlanu,R2 yezigidigidi (malunga nezigidi ezi - $159) i-Nelson Mandela Bay libala lakhiwa lijonge ngasemntla kwechibi -iNorth End emazantsi esixeko.Ingelinye lesithathu ibala lemidlalo elakhiwe ngaselunxwemeni ukuze kubhanjwelwe iindebe yomhlabathi kanyaka ka - 2010 . Rhoqo kubanjwa imibutho emikhulu womdlalo yombhoxo kunye yebhola (ekhatywayo). Kwaye liphinde ibala lisetyenziswe njengendawo yekhonsathi.

Imbali[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Lixesha lokuqala kwakhiwe ibala lebhola ekwatywayo elikumgagatho ophezulu njikelekele kwiphondo laseMpuma-koloni. Isixeko saseBhayi besingenalo ibala elikhulu lebhola ekhatywayo, njengokuba sasi phantsi korhulumente wengcinezelo , amabala ebhola ekhatywayo ebengafumani kakhulu inkxaso-mali..Amaqela ebhola ekhatywayo kwafaneleka ukuba basebenzise indawo ezincinane ezifumaneka kwisixeko njikelele. Phambi kokuba kwakhiwe elibala, uninzi lwemidlalo yebhola ekhatywayo idlalwe kwibala i EPRU, isixeko somhlaba webhola yombhoxo .Ibala I-EPRU Rhoqo kwibali i-EPRU bekubakho ingxaki ngebhola ekhatywayo , njengoko bokuqhelekileyo ukuququzelwa imidlalo yebhola yombhoxo , kwaye indawo yemidlalo ibingekho kumgangatho ophezulu. Xa IBhayi ibihethiwe njenge sixeko sokuququzela indebe yomhlaba -yonyaka ka-2010, isixeko sithathe isigqibo sokuba kwakhiwe kabutsha ibala i-EPRU . Oku kwaba ngenxa yokuba kufuneka ukuba baphantse baqhiibe ukwakhiwa kwakhona ukuze bafikelele kwimfuno ye -FIFA . Isixeko ke sagqiba ukuba kwakhiwe kabutsha , ibala elikhulu, elisentliziyweni yesixeko.

Into ibingeke inxwemeke, ukubakho uninzi lwentetho malunga nobume bebala bakhiwe kwimphumeza- eya kunyaka ka-2010 wendebe yomhlaba, kunye nemfuno ukuba wonke amabala aququzelwa indebe yomhlaba abe eqityiwe ngomhla woMqungu kunyaka ka-2010. INelson Mandela Bay libali lokuqala ukwakhiwa kumabala amahlanu amatsha .Amanye amabala amatsha ase Kapa,eThekwini ,ePolokwane,kunye nase-Nelspruit.

Ibali lithiywe igama emva kwesithili sokulungisa apho kufumakala khona,Umasipala weNelson Mandela Bay Metropolitan ,kwasona sithiywe ngegama lika -Nelson Mandela ,owayesakuba nguMongameli woMzantsi Afrika.Indawo yeNelson Mandela yakhiwe kwisixeko sase Bhayi,iidolophu zase-Uitenhage kunye ne-Despatch ,kwakunye nendawo encinci ehlala abantu.

Ngamanye amaxesha elibali libizwa kakubi 'Nelson Mandela sitediyam' kumajelo endaba.Lento ingabanga ukubideka ,kuba kukho ibala Ie-Nelson Mandela eKampala,Uganda.Kwaye ngamanye amaxesha kweziwa impazamo ithetha ukuba ibala lithiywe emva kwaMandela,noko ngendawo iMetropolitan ethiywe ukumwonga.

Uyilo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Eli bali layilwa liziko lemisebenzi kawonkewonke inkqubo yokwakha kwisizwe ngonyaka ka-2006 kunye nabafundi bakwisikolo samabanga aphezulu i-Holy Cross Thina Dlulane,Yandisa Dalamba,Inga Ngalonkulu and Siyabonga Nyezi baphuma eMthatha.Uyilo lwabo lwahlalutywa eMahlamba Ndlopfu indlu yamongameli wemisebenzi kawonkewonke futhi eyona ngqikelelo

ephumeleleyo kwaye lelona yilo olubakhuthazile.Eli bali linophahla owakhiwe ngokwahlukileyo kwaye lijonge umntla weichibi iEnd.Eli phahla lenziwe ngothotho wentyantyambo ezimhlophe .Esisizathu sokuba eli bali lithiywe isiqhulo ,I-Protea.Akukho mabali amaninzi emhlabeni akhiwe kwaye ayilwa ejonge ichibi,eli lona lahlukile kunebala i-Nelson Mandela Bay.Isakhiwo selibali limalunga nemitha ezingama-40 ngobude kwaye siquka izimphakamo ezintandathu kwicala lasentshonalanga futhi zihlanu ngasemantla,ezantsi,kunye nasephumalanga.Eyona nzululwazi ngoyilo-zakhiwo ibiphethwe inxulumano yenzululwazi zoyilo (Pty)Ltd kunye ne-Dominic Bonnesse Architests cc.Eli bali linecango ezintathu zokungena ,ezifumaneka kumacala asemantla,ezantsi,nase-mpumalanga .Icala lasentshonalanga kunebali eliya ngase mantla wechibi i-End.Lamacango amathathu icango A-B,ngase Milner Avenue ,icango B-C,ngakwisitalato saseAvenue,icango C-D ,ngase Fettes Road.

Kumaziko[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Eli -bali linezihlalo ezingama-46,000 ukongeza ngezihlalo ezingama-4,000 izihlalo ezingaphezulu ezifakwe okwexeshana nge ndebe yomhlaba kanyaka ka-2010 . ezizihlalo zinemibala eyahlukeneyo , ukususela kumbala -orenji ukuya kubomvu onzulu.Zicwangciswe nje jikelele, kodwa oku kwenziwa ukunceda ibala libonakale ligcwele ngawo onke amaxesha. Likwathetha ukuba umonakalo welanga ungaba kwizinga eliphantsi kwaye endaweni lezihlalo ingaba ngaphantsi noticeable. I-stadium kanjalo boasts 49 hospitality suites, zimbini ishishini lounges, a gymnasium, kwaye ifayile kwaye umsebenzi amagumbi. Kukho kanjalo ezimbini inkomfa amagumbi situated ngomhla wokuqala umphakamo, apho bayakwazi ukuba accommodate 200 abantu.

Kukho ibhulorho yemiphanda ezine ukuba isitulo esinavili kubelula zifikelele, zintathu izitulo eziphakamisa iindwendwe ezibalulekileyo,ezimbini kwicala lasentshona langa kwaye enye kwicala laseMpumalanga ngokunjalo zine inkonzo ezitulo eziphakamisa abantu, zimbini ngasentshona kwaye zibini ngasempuma kwebali. Kukho ezine izitulo eziphakamisa abantu ezongezelelweyo ingaba kubakho izicwangciso zomthetho sigaba. Kukho imbumba zamacala angama-32 antshintshiweyo kwaye icango ezinemimbala kwi-inqanaba lesibini ukwenzela ababukeli bafikelele kwizitulo zabo kwaye nemiphanda yebhulorho efikelela kwinqanaba lesibini ukuya kwinqanaba lesihlanu.

Kufakwe izikrini ezimbini ezinkulu zokujonga ezinga -(12.7mx 7.2m) ukulungiselela ubume bogqume owenzeka enkundleni. Kukho iibloko zangasese ezingama-74 (ezendoda namabhiqa) - iibhloko ezingama-36 kwinqanaba lesibini ukuya kiibhloko ezine kwinqanaba lesithathu- iibhloko ezi-14 kwinqanaba lesine kunye neebhloko ezingama-20 kwinqanaba lesihlanu.

Kukho ipaka ngaphakathi kwebali abayinikeziweyo kwicanda ezintlanu zokupaka,ezingama-500 ezisetyenziswa ngabasebenzi, i-akha,nabalawuli babaqeshi , nabaququzeli bemicimbi kwaye nezindwendwe zasesibhendlele.

isiqhulo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Indawo yokudlala yenziwe ngengca yendalo ekhuliselwe ngaphandle , kwindawo yase-St Albans. Indawo ejikeleze indawo yokudlala yenziwe ngengca eyenziwe ngabantu. kwakunjalo ekuqaleni lentsimi eyabekwa ibingumxube wengca i-kikuyu kuye ne-rye.Ukuququzela indebe yomhlaba yonyaka ka-2010 intsimi yayenziwe yonke ngengca ye-rye.

Emva kwendebe Yehlabathi, i - Desso GrassMaster isistim yafakwa, ngenxa yomsebenzi omningi wocwangciso lwemidlalo mibini yebhola ekhatywayo neyombhoxo

Ibala lokudlala lalakhelwe ukudlala ibhola ekhatywayo noyombhoxo .Umgangatho webala ungcinwe ngamaqebu abantu abasihlanu abasebenza emini nasebusuku ukuqiniseka ukuba umgangatho wendwawo yokudla ugcinekile.Isistim ye-pitch grow isenyenziswa ukuba ingca ikhule kakuhle.I-unithi angama-61 000 watt yeglobhu zisetyenziswa ukunceda amanye amacala ebala asebumnyameni ngenxa wophahla webala.

Ukwenzela ibhola ekhatywayo indawo ypkudlala iphawulwe kwi-FIFA ivumelekile imilinganiso ka-105m yi-68m.Intsimi yebhola yombhoxo iphawulwe ku-100 m elide yi-70 m libanzi, kanjalo ingaba u-10 m yi-70 m 'kwindawo yokufaka amanqaku' ngasemva kwe -posti.

Ulwakhiwo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Ulwakhiwo lwenkundla beluphethwe ngumanyano wase Bhayi JV. Yakhiwa kwindawo yakudala i-Park Ruby Club kwaye ne -Prince Alfred Park.

Izixhobo zophahla lwebala lwenziwe ngokudibanisa i-aluminium cladding nesinye isixhobo esibizwa nge-polytetraflurethylene(PTFE),eqweqwe ngeglasi fiyibra kunye nentsimbi yokwakwa.Isakhiwo se-thensile ethengwe kwinkamapani yase-Australia kwaye safakwa kwayiyo.Ubude be-piles ezifakiweyo zingama-21 000 m kwaye nezixhobo ezisenyenzisiweyo ezingama-138 000 m.


Umzi-mveliso wokwakha wakule nginqi uzuze lukhulu ngenxa yokwakhiwa kwenkundla. Ukuphunyezwa kwale projekthi inkulu,ngokukhawuleza yazise amaqela abadlali abaninzi abadlala indima ethile kwinqanaba elincinci lophuhliso eliza kuba luncedo kumashishini akule nginqi ngoku nakwixesha elizayo. Inkqubo yokwakha ikwabandakanya ukusetyenziswa ngokubanzi kwabathengisi bendawo kunye neengcali ngokudibana neengcali zamazwe aphesheya, ukuqinisekisa ukuba ukuhanjiswa kwezakhono ezaneleyo kuyenzeka.

Inani eliqikelelwa kwimisebenzi engama-6,800 yadalwa kuyo yonke le nkqubo kwaye ukuphuhliswa kweli bali lomdlalo kulindeleke ukuba kukhokelele ekuphakameni nasekuvuselelweni kwedolophu eyindawo yokuhlala ejikelezileyo neyorhwebo kwindawo yase-North End kunye neendlela eziphambili ezikhokelela kwibala lemidlalo. Sinethemba lokuba ibala liza kuzisa amathuba amaninzi kwezentlalo nezoqoqosho, ngexesha leNdebe yeHlabathi naxa seyiqhithile.

Imali[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Uqikelelo lezemali libeke iindleko zebala lemidlalo nge-R895 miliyoni, apho idolophu yasePort Elizabeth yayilindeleke ukuba ihlawule i-R 95 yezigidi. Le yinxalenye yesivumelwano esingahlelwanga kwinkxaso mali yeNdebe yeHlabathi, apho oomasipala beya kugubungela i-10% yeendleko, urhulumente wephondo engama-20% kunye nengxowa mali kazwelonke baya kuhlawula enye i-70

Njengakwamanye amabala eNdebe yeHlabathi eMzantsi Afrika, iindleko zolwakhiwo lweNelson Mandela Bay Stadium ziye zanda kakhulu. Ikonyuke ukusuka kuJuni ka-2006 kuqikelelwa iindleko ze-R 711 yezigidi, ukuya kwi-R 1.5 yezigidigidi ngoMeyi ka-2008, kwaye ekugqibeleni iindleko ezigqityiweyo zizigidi ezingama-R 2.065. Ibala lemidlalo ekugqibeleni lixabisa i-R 2.1 yezigidigidi ukwakha, apho idolophu sele ihlawule i-R 336 yezigidi, kwaye isenokuba netyala lokuhlawula isaphulelo se-R 261 yezigidi. Nangona kunjalo, ukuba iindawo ezinqongopheleyo zibaliwe ngokusekwe ku-10 ukuya ku-20-70, urhulumente kazwelonke usenokuba ukweleta isixeko imali engama-70, ezigidi ezingama-70, urhulumente wephondo eyi-R 191 yezigidi. Uvimba wezezimali kuzwelonke ukuza kuthi ga ngoku unikele nge-R 1.375 yezigidigidi, okanye i-66,5% yeendleko zebala. Ngaphandle koku, ugcinondyebo wesizwe uye wathi abazukudlulisela imali engakumbi kumabala emidlalo eNdebe yeHlabathi.


Ngaphakathi stadium

The stadium was one of the host venues for the 2013 Africa Cup of Nations. South Africa had originally bid to host the 2015 edition[1] and had won rights to the 2017 edition. However, the Libyan Civil War in 2011 led that country, which initially won 2013 hosting rights, to swap dates with South Africa. The stadium would also be used in future bids for South Africa to host the Rugby World Cup.

Tournament results[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

The stadium was originally planned to be one of five venues to be utilised in the 2009 FIFA Confederations Cup, and the only new stadium in the event. The other four stadiums to be used were Ellis Park Stadium, Loftus Versfeld Stadium, Royal Bafokeng Stadium and Free State Stadium. The four stadiums were already built and merely received upgrades for the Confederations Cup.

2010 FIFA World Cup[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Template:Clear

Umhla Ixesha (UTC+2) Iqela #1 Iindidi zefayile: Iqela #2 Umjikelo Kwiikhosi
2010-06-12 13:30  Umzantsi Korea 2-0  Greece Iqela B 31,513
2010-06-15 16:00  Grenada 0-0  Niger Iqela G 37,034
2010-06-18 13:30  Sasejamani 0-1 Saseserbia Iqela D 38,294
2010-06-21 16:00  Chile 1-0   Senegal Iqela H 34,872
2010-06-23 16:00  Puerto rico 0-1  England Iqela M 36,893
2010-06-26 16:00  Uruguay 2-1  Umzantsi Korea Umjikelo ka-16 30,597
2010-07-02 16:00  Enetherlands 2-1 Brazil Kwikota Finals 40,186
2010-07-10 20:30  Uruguay 2-3  Sasejamani Ngowe-3/4th Ndawo Dlala-ngaphandle 36,254
Umhla Ixesha (UTC+2) Iqela #1 Iindidi zefayile: Iqela #2 Umjikelo Kwiikhosi
2013-01-20 17:00  Ghana 2-2  UGQR Econgo Iqela B 7,000
2013-01-20 20:00 Kmailname 1-0 Eniger Iqela B 20,000
2013-01-24 17:00 Ghana 1-0 Kmailname Iqela B 8,000
2013-01-24 20:00 Eniger 0-0  UGQR Econgo Iqela B 12,000
2013-01-27 19:00  Ebelarus 2-1 E-angola Iqela A 20,000
2013-01-28 19:00 Eniger 0-3 Ghana Iqela B 10,000
2013-02-02 17:00 Ghana 2-0  Ebelarus Kwikota Finals 8,000
2012-02-09 20:00 Kmailname 3-1 Ghana Ngowe-3/4th Ndawo Dlala-ngaphandle 6,000
  1. "SA keen to host showpiece of African soccer" Business Day 29 September 2010 retrieved 2010-11-05