Ungalahl'imbo yakho ngoPhoyiyana, kuba uphoyiyana uyemka ngomso

Livela

Intsingiselo: musa ukuphulukana nobuwena bakho ngenxa yezinto ezidlulayo. Umzekelo isiXhosa yimbo kuthi maXhosa kodwa isiNgesi nguphoyiyana.