Umlomo

Livela
Umlomo womfazi ovaliweyo

Umlomo lilungu lomzimba elisetyenziswa njengesixhobo sokuthetha. Kodwa zininzi izinto esizenza ngomlo. Zeziphi?

  • Siyatya ngomlomo
  • Siyathetha ngomlomo
  • Siyaxoka ngomlomo
  • Siyakha ngomlomo
  • Siyaphilisa ngomlomo

xela ezinye izinto esizenza ngomlo.

U umlomo ngumngxuma ovulekileyo embusweni apho sifaka khona ukutya xa sisitya. Kulapho kuhlafunwa khona ukutya, kwaye yindawo yokuqala apho kusilwa khona ukutya.

Umlomo unamazinyo anceda xa kuhlafunwa ukutya. Ngaphezu kwalo msebenzi wawo wokuqala wokusilwa kokusilwa kokutya, umlomo wabantu udlala indima enkulu nebonakalayo ekwenzeni intetho. Ngelo xesha ke amazwi wona enziwa emqaleni, elwimini, emilebeni, kwijaw, zikwanceda ukucwangcisa amazwi afumaneka kulwimi. Umlomo siwusebenzisa ukuncamisa siphinde sibonise indlela esivakalelwa ngayo ngomlomo.