Umatshini wokwenza ivasi

Livela
Lo ngumphambili womatshini ekuhlohlwa kuwo impahla.

Umatshini wokuhlamba impahla ngungumatshini ohlamba impahla emdaka onomgqomo wokufaka impahla.  Lo mgqomo uzaliswa ngamanzi,  uze kuthi emva koko ujikeleziswe ngamandla ukuze amanzi akwazi ukukhucula ukungcola empahleni.   Uninzi lwezi matshini zokwenz ivasi zenzilwe ukuze  iisepha zokuhlamba impahla ezibizwa ngokuba zii-detergent (ezingamanzi okanye  pezingumgubo) nazo zigalelwe kwakulo matshini.  ezi zinto ke zinganceda ukuze impahla icoceke ngokuqaqambileyo.  

Maxa wambi umatshini wokuhlamba kunye nomatshini wokomisa impahla babekwa ndawonye. Ommatshini bokuhlamba impahla basoloko besetyenziswa nge-teknoloji ukuze ukwazi ukuwutshintsha usebenze ngendlela ofuna ukuhlamba ngayo. 

Ezinye ii-website[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

I-Media enxulumene neematshini zokwenza ivasi kwi- Wikimedia Commons