ITeknoloji

Livela
Kwinkulungwane yama-20 eminyaka, uluntu lubenenkqubela engummangaliso ukuze luze neteknoloji yomhlaba eyaneleyo ehambisana nokulolonga lolonga eli hlabathi siphila kulo.

Iteknoloji (lisuka kwisiGrike τέχνη, techne, "ubugcisa, ubuchule, umsebenzi wezandla"; kunye -λογία, -nengqiqo[1]) yingqokolela zamaqhinga, neendlela okanye iinkqubo ezisetyenziswa kwimveliso yeempahla neenkonzo okanye ekufezekiseni iinjongo eziphambili, ezifana nophando lobunzululwazi. ITeknoloji isenokuba lulwazi lwalamaqhinga, lweenkqubo, njalo njalo okanye ingabuthuma phaya kwiimatshini, kwiikhompyutha, kwizixhobo nakumaziko oshishino, olunokwenziwa ngabantu ngaphandle kweenkcukacha zolwazi lokwenza izinto ezi lolu hlobo.

  1. Liddell, Henry George and Robert Scott (1980) A Greek-English Lexicon (Abridged Edition) United Kingdom: Oxford University Press ISBN 0-19-910207-4