Ukuthetha/ukukhupha ulwazi
Appearance
Ukuthetha kuxa intetho ngaloo nto kuthethwa ngayo igqithiswa ngulowo uthethayo eyidlulisela kulo umameleyo esebenzisa isixhobo sokudlulisa intetho. Ziziintlobo-ngeentlobo ke izixhobo zalo msebenzi:
- kukuthetha ngokusebenzisa amalungu omzimba (ulwimi lwamalungu omzimba okanye izangotshe zokuthetha ezenziwa ngamalungu omzimba)
- Ukuthetha usebenzisa izandi (njengentetho yomntu, kodwa ke isenokuba kukukhonkotha kwenja.
- Nangokusebenza ukuphatha
- ukusebenzisa ukunukisa
- ukusebenzisa ukubhala