Inja

From Wikipedia
Jump to: navigation, search
Dog galloping.gif

Inja yasekhaya (Canis lupus familiaris) ludidi lwemvolofu engwevu, elilungu losapho oluyiCanidae udidi lwezilwanyana ezinegazi elishushu ezizala amantshontsho aphilayo. Igama "inja yasekhaya" lisetyenziselwa ukubiza izinja zasekhaya neziphila ngasendle.