Ukucaca

Livela
Igilasi  wamanzi ekhanyayo ngaphakathi nenamanzi acwengileyo ngaphakathi kuyo.  

Kwi-optics, ukukhanya yinxalenye yezinto aezenza okokuba ukukhanya kugqobhozele ngaphakathi kwinto ethile, sitsho sibone okokuba yintoni na le ikulento. 

I-object ekhanyayo ungabona ngaphaya kwayo. Oko kuthetha okokuba, into engaphaya kwayo kungalula ukugqobhoza kuyo utsho uyibone into engaphaya kwayo.   I-nto ebonakalayo ngaphaya kwento ekhanyayo ifana nqwa nento onokuyibona ungakhange ude ube ugqobhozela kwenye into. Isenokutshintshwa ukuba loo nto ikhanyayo isebenza nje ngee-lens. Oko ke kunokubutshintsha ubungakanani nendlela emi ngayo loo nto. 

Izitya ezi-Translucent 

I-Translucency[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Ukuba ukukhanya kwento kubonakala luzizi  ngokuthi nangona amehlo ekwazi ukugqobhoza abone ngaphaya kwento leyo ikhanyayo, kodwa akakwazi ukubona zonke iinkcukacha zaloo nto agqobhozele kuyo; loo nto kuthiwa i-translucent.

Ukukhanya kunqumla ngento e-translucent, kodwa akunakubona nto ngaphaya kwako.  Ukukhanya kudlula kule kodwa into le kunqumla kuyo kuyakungqubaza ukukhanya ukuze ungabinakuyibona into, ubone  isithunzi

Imizekelo yezinto ezi-translucent zi-igilasi, amaphepha, kunye nenzinye iintlobo ze- amber.