Talk:IKhemistri

Page contents not supported in other languages.
Livela

Enkosi ngokubanegalelo kweli khasi. Ingaba uguqule oko sele kubhalwe ngesiNgesi, okanye ubeke izimvo zakho ngesixhosa nje kuphela? Ndibuziswa kukuba eli khasi lithi 'Ikhemistri' livela nangezinye iilwimi kodwa okubhalwe phantsi kwalo kwahlukile kokubhalwe kwezinye iilwimi. Kanti ke kulindeleke okokuba zonke iilwimi ezidweliswe ecaleni zibe zithetha ngento enye kodwa ngeelwimi ezahlukeneyo. Kunganjani xa uguqula eli lesingesi uliguqulele esiXhoseni? Uze ke ngoku ukwazi ukulixhumanisa nezinye iilwimi.