Talk:Amaqhalo amaXhosa

Page contents not supported in other languages.
Livela

Intaka yakha ngoboya benye.[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Intaka yakha ngoboya benye.

Intsingiselo: abantu bayancedana okanye iZandla ziyahlambana. L.Mbhiyozo (talk) 10:32, 7 Eye Nkanga 2019 (UTC)[reply]

umntu uncedwa ngomnye Iqonga lakho othetha kulo 16:51, 17 EkaTshazimpuzi 2022 (UTC)

Ulutsha 41.216.203.139 14:59, 22 EkaTshazimpuzi 2023 (UTC)[reply]