Sidni

Livela
Jump to navigation Jump to search
Sidni.

ISidni (isiNgesi: Sydney) sesona sixeko sikhulu eOstreliya. Sisixeko esilikomkhulu saseMzantsi Omtsha Wales. Inabantu abangaphezu kwe-5,300,000 ukusukela ngo-2021.