Ostreliya

Livela
Jump to navigation Jump to search
Ostreliya.

IOstreliya (isiNgesi: Australia) lilizwe eliseOceania. Inabantu abangaphezu kwe-26,000,000 ukusukela ngo-2021. Ikomkhulu laseOstreliya yiKhanberra kwaye esona sixeko sikhulu yiSidni.

IJografi[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

IOstreliya inemimandla esibhozo; UMzantsi Omtsha Wales (New South Wales), Viktoria (Victoria), Kwinsland (Queensland), KwiNtshona yeOstreliya (Western Australia), UMzantsi Ostreliya (South Australia), Ummandla Wekomkhulu laseOstreliya (Australian Capital Territory), Tasmaniya kwaye Ummandla osemantla (Northern Territory).

Izilwanyana[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

I-Ostreliya ineentlobo ezininzi zezilwanyana zasendle, kuquka iikhangaru, iikoala, iiemu kunye nezinye ezahlukeneyo.

Igalari[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]