Jump to content

SABC

Livela

IQumrhu loSasazo loMzantsi Afrika (i-South African Broadcasting Corporation / SABC ) [lower-alpha 1] liziko losasazo loluntu eMzantsi Afrika, kwaye libonelela ngezikhululo zikanomathotholo ezili-19 ( AM / FM ) kwakunye nezitishi ezintandathu ezika mabonakude kuluntu ngokubanzi. [1] Lelinye lamashishini amakhulu aphantsi korhulumente woMzantsi Afrika .

NgoNovemba ka-2022, i-SABC yaqala ikhasi yalo lokusasaza ngokwe inthaneti ebizwa ngokuba yi-SABC+.

Abezopolitiko abaphikisayo kunye nemibutho yoluntu basoloko begxeka i-SABC, beyityhola ngokuba ngumlomo walo naliphi na iqela lezopolitiko eliphethe isininzi, kungoko i -African National Congress elawulayo; ngexesha localucalulo yayityholwa ngokudlala indima enye kurhulumente weNational Party . [2]


Cite error: <ref> tags exist for a group named "lower-alpha", but no corresponding <references group="lower-alpha"/> tag was found

  1. "SABC Station List" archived from the original on 27 April 2006  Unknown parameter |url-status= ignored (help)
  2. "SABC political bias will backfire" Mail and Guardian 17 April 2014