São João da Baliza
Appearance
| São João da Baliza | |||
|---|---|---|---|
| — Municipality — | |||
|
|||
| Country | Brazil | ||
| Region | North | ||
| State | Roraima | ||
| Mesoregion | |||
| Microregion | |||
| Metrop. region | |||
| Government | |||
| • Mayor | Marcelo Jorge (PROS) | ||
| Uluntu(2020 [1]) | |||
| • Total | 8,348 | ||
| • Density | 1.9/km2 (5.0/sq mi) | ||
| Time zone | AMT (UTC−4) | ||
| Postal code | |||
| HDI | |||
| Website | sjb.rr.gov.br | ||
São João da Baliza) ngumasipala okumzantsi-mpuma welizwe lase Roraima eBrazil. Abemi bayo yi-8,348 (2020) kwaye indawo yayo yi-4,284 km2.[2] ISão João da Baliza yazinziswa okokuqala ngo-1974 emva kokuba uhola we-BR-210 wenze ukuba indawo ifikeleleke. Yayibizwa ngokuba yiSão João, kuba abathathu babemi bokuqala balapho babebizwa ngokuba nguJoão. I-Da Baliza ibhekisa kumlambo okufutshane nedolophu.[3] Yaba ngumasipala ozimeleyo ngo-1982.[4]
Iimbekiselo
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- ↑ IBGE 2020
- ↑ "IBGE | Cidades | Roraima | São João da Baliza" cidades.ibge.gov.br retrieved 2016-06-15
- ↑ "NOSSO MUNICÍPIO" Municipality of São João da Baliza (in Portuguese) archived from the original on 15 April 2021 retrieved 15 April 2021
- ↑ "São João da Baliza" IBGE (in Portuguese) retrieved 15 April 2021
Amakhonkco angaphandle
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- Iwebhusayithi esemthethweni (ngesiPhuthukezi)