Nyu Zilend

Livela
Jump to navigation Jump to search
Nyu Zilend.

INyu Zilend (isiNgesi: New Zealand, isiMaori: Aotearoa) lilizwe eliseOceania. Ikufuphi neOstreliya. Ikomkhulu layo yiWelington isixeko sayo esikhulu yiOkland.

Ijografi[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

INyu Zilend yenziwe ziziqithi ezibini; iSiqithi saseMantla kunye neSiqithi esiseMzantsi.

Igalari[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]