Isohlwayo

Livela

Isohlwayo kuxa into kwenziwe into emntwini okanye kwisilwanyana abe loo mntu okanye eso silwanyana singayithandi loo nto eyenziwa kuye okanye kuso. kusenokwenzeka okokuba bophule umgaqo. Zininzi iintlobo zokohlwaya, zingasuka kwisigwebo sentambo kulo lonke ulwaphulo mthetho olumasikisi, kuye kwizinto ezithi zenziwe ngabazali xa besohlwaya abantwana, ezinje ngokubabetha okanye bathathe izixhobo zabo zokudlala.

Ukohlwaya kungabonwa njengento elungileyo ekuhlaleni, kuba kunqanda kukwakhusela abantu ukuba bangakwazi ukwenza izinto ezigwenxa. Kusenokubonwa nje ngesenzo esikhohlakeleyo nesingeyomfuneko. kusenokubonwa njengesenzo esidala ubungozi ngakumbi kunokuba kulungise. [1]

  1. Deirdre Golash (2004) The Case against Punishment: Retribution, Crime Prevention, and the Law New York: New York University Press archived from the original on 2016-03-04 retrieved 2016-01-22  Template:Page needed