Intlalo

Livela

Intlalo yabantu liqela abanobudlelwane obusoloko bukho phakathi kwabo, okanye iqela elikhulu lasekuhlaleni kwingqingqi enye abaqokelelene behlala kuyo okanye kwindawo abahlala kuyo besabelana ngokwengingqi zabo ezifanayo okanye ngokwentlalo kwiziphaluka zabo, zibonisa ngokucacileyo okokuba zoyame kwigunya elinye kwezopolitiko kwaye zonganyelwe kokulindeleke kumasiko. Intlalo yoluntu ibonakala ngeendlela zobudlelwane (ubudlelwane basekuhlaleni) phakathi kwabantu ababelana ngesiko nangamaziko.